Minutes 2024 | Western Cape Education Department

Business Strategy and Stakeholder Management Minutes (DBS)

0001 2022 Customer Satisfaction Survey Report
Verslag oor die Kliëntetevredenheidsopname vir 2022
INgxelo i-Customer Satisfaction Survey Report ka-2022
Attachment(s): Customer Satisfaction Survey Report 2022

Institutional Resource Support Minutes (DIR)

0013 Inadequacies identified during the 2023/24 assessment of Learner Transport Scheme (LTS) routes by the Auditor-General (AG)
Tekortkominge wat gedurende 2023/24 se assessering van Leerdervervoerskema- (LVS-) roetes deur die Ouditeur-generaal (OG) geïdentifiseer is
Ukusilela okuqatshelweyo ngethuba lokuhlolwa kweendlela zeSkim soThutho lwaBafundi nguMphicothi-zincwadi Jikelele
0012 Capture and sign off of Learner Transport Scheme (LTS) applications for learner transport services for the 2025 school year (new services and additional learners)
Vaslegging en aftekening van Leerdervervoerskema- (LVS-) aansoeke om leerdervervoerdienste vir die 2025-skooljaar (nuwe dienste en bykomende leerders)
Ukufakwa nokusayinelwa kwezicelo zeSkim soThutho lwaBafundi (LTS) ukulungiselela iinkonzo zothutho lwabafundi zonyaka wesikolo ka-2025 (iinkonzo ezintsha nabafundi abongezelelweyo)
0011 Delivery of Grades R to 9 DBE workbooks for 2025
Aflewering van graad R- tot 9-DBO-werkboeke vir 2025
Ukusiwa kweencwadi zomsebenzi zeSebe i-DBE zamaBakala R ukuya kwele-9 ukulungiselela u-2025
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Bylae A | IsiHlomelo A
0010 Ordering of stationery, cleaning material, gardening, and electrical supplies in the 2024/25 financial year for all non-section 21 public schools
Bestelling van skryfbehoeftes, skoonmaakbenodigdhede, tuin- en elektriese voorraad in die 2024/25-boekjaar vir alle nie-artikel 21 openbare skole
Uku-odolwa kwezinto zokubhala, ezokucoca, ezokusebenza egadini nezombane zizo zonke izikolo ezingekho phantsi kwecandelo-21 ukwenzela unyaka-mali ka- 2024/25
Attachment(s): Cleaning material | Stationery | WCED 026 form
0009 Online ordering facility for Grades 1 to 12 CAPS textbooks
Aanlyn bestelling van KABV-handboeke vir graad 1 tot 12
Ifasilithi yokwenza i-odolo ngekhompyutha ukulungiselela uku-odola iincwadi zezifundo zeKharityhulam i-CAPS kumaBakala 1 ukuya ku-12
Attachment(s): Addendum 1
0008 Extension of contracts and price increase of stationery and cleaning material items in the 2024/25 financial year
Verlenging van kontrakte en prysstyging van skryfbehoeftes en skoonmaakmiddels in die 2024/25-boekjaar
Ukwandiswa kwexesha leekhontraki nokunyuka kwexabiso lezinto zokubhala nelee- ayithem eziyimathiriyeli yokucoca kunyaka-mali wama-2024/25
Attachment(s): Cleaning material | Stationery
0007 Guidelines for furniture and equipment procurement for 2025
Riglyne vir die verkryging van meubels en toerusting vir 2025
Isikhokelo sokuthengwa kwefenitshala nezixhobo zokusebenza ukulungiselela owama-2025
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0006 A reminder to non-section 21 schools to complete their WCED 032 allocations electronically on CEMIS from 01 to 10 April 2024
Nie-artikel 21-skole word daaraan herinner om hul WKOD 032-toewysings vanaf 01 tot 10 April 2024 elektronies op SOBIS te voltooi
Kukhunjuzwa izikolo ezingekho phantsi kwecandelo 21 ukuba zizalise ifom yezabelo zazo ekwikhompyutha i-WCED 032 form kwi-CEMIS ukususela ngowe-01 ukuya kowe- 10 Apreli 2024
0005 Advantages for section 21 schools when procuring Grades 1 to 12 textbooks using the existing WCED textbook contracts with publishers
Die voordele wat die aankoop van graad 1 tot 12-handboeke deur middel van bestaande WKOD-kontrakte met uitgewers vir artikel 21-skole inhou
Iinzuzo kwizikolo eziphantsi kwesiqendu 21 xa zithenga iincwadi zezifundo zamaBakala 1 ukuya kwele-12 zisebenzisa abapapashi abanemvumelwano (contracts) ezikhoyo neSebe i-WCED
0004 Online system for Grades R to 9 workbooks for 2024
Aanlyn stelsel vir graad R- tot 9-werkboeke vir 2024
Isistim esebenza ngekhompyutha yeencwadi zomsebenzi zamaBakala R ukuya ku-9 ukulungiselela u-2024
0003 Updating learner details on the Learner Transport Scheme (LTS) database on CEMIS
Bywerking van leerders se besonderhede op die leerdervervoerskema- (LVS-) databasis op SOBIS
Ukuhlaziywa kweenkcukacha zabafundi abakwiziko ledatha leSkim soThutho lwaBafundi (Learner Transport Scheme (LTS)) kwi-CEMIS
Attachment(s): Annexure - Learner Confirmation
0002 Assessment of selected devolved Learner Transport Scheme (LTS) routes
Assessering van gekose afgewentelde leerdervervoerskemaroetes
Ukuhlolwa kweendlela ezikhethiweyo zeSkim soThutho lwaBafundi (LTS) ezidluliselwe kulawulo lwezikolo
Attachment(s): LTS Code of Conduct | Confirmation of contract details for devolved LTS routes
0001 Amendment to the procedure for obtaining approval for the replacement of vehicles on Learner Transport Scheme routes
Wysiging aan die prosedure om goedkeuring te verkry vir die vervanging van voertuie op leerdervervoerskemaroetes
Ukufakelwa kwezilungiso kwinkqubo yokufumana imvume yokutshintshwa kwezithuthi kwiindlela zeSikim soThutho lwaBafundi
Attachment(s): Annexure

Knowledge and Information Management Minutes (DKM)

0007 ITOPSCOM meeting schedule for 2025
Rooster vir ITOPSCOM-vergaderings vir 2025
Ishedyuli yeentlanganiso ze-ITOPSCOM yango-2025
Attachment(s): Annexure A
0006 Western Cape Education Department (WCED) 2024 Annual School Survey (ASS) for public and independent special schools
Die Wes-Kaapse Onderwysdepartement (WKOD) se Jaarlikse Skoolopname (JSO) vir 2024 by openbare en onafhanklike spesiale skole
ISaveyi yeZikolo yaQho ngoNyaka (Annual School Survey (ASS)) yeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ka-2024 yezikolo zikarhulumente neyezikolo zemfundo eneemfuno ezizodwa ezizimeleyo
0005 Microsoft Schools’ Agreement 2021−2025 software distribution
Microsoft-skole-ooreenkoms oor die verspreiding van sagteware van 2021 tot 2025
IMvumelwano i-Microsoft Schools’ Agreement yokusiwa kwe-software ezikolweni ngo-2021ukuya ku-2025
Attachment(s): Annexure A
0004 2024 SNAP Survey for public and independent special schools
Kitsopname vir openbare en onafhanklike spesiale skole in 2024
ISaveyi ye-SNAP yezikolo zemfundo eneemfuno ezizodwa yango-2024
0003 2024 Western Cape Education Department (WCED) Annual School Survey (ASS) for public and independent Early Childhood Development (ECD) centres
Die Wes-Kaapse Onderwysdepartement (WKOD) se Jaarlikse Skoolopname (JSO) vir openbare en onafhanklike Vroeëkindontwikkeling- (VKO-) sentrums in 2024
ISaveyi yeZikolo yaQho ngoNyaka (Annual School Survey (ASS)) ka-2024 yeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) kwizikolo zikarhulumente nakumaziko azimeleyo e-Early Childhood Development (ECD)
0002 2024 Western Cape Education Department (WCED) Annual School Survey (ASS) for ordinary public and independent schools
Die Wes-Kaapse Onderwysdepartement (WKOD) se Jaarlikse Skoolopname (JSO) vir gewone openbare en onafhanklike skole in 2024
ISaveyi yeZikolo yaQho ngoNyaka (Annual School Survey (ASS)) yeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) ka-2024 yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezikolo ezizimeleyo
0001 2024 Western Cape Education Department (WCED) SNAP survey for ordinary public and independent schools
Die Wes-Kaapse Onderwysdepartement (WKOD) se kitsopname vir gewone openbare en onafhanklike skole in 2024
ISaveyi eQuphayo (SNAP Survey) yeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) yango-2024 yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezikolo ezizimeleyo

Research Minutes (DRS)

0002 2024 Western Cape Education Department systemic tests in independent schools
Die Wes-Kaapse Onderwysdepartement se sistemiese toetse in onafhanklike skole in 2024
IiMvavanyo zeNkqubo yeMfundo zeSebe leMfundo leNtshona Koloni zangowama- 2024 kwizikolo ezizimeleyo
Attachment(s): Annexure A | Bylae A | IsiHlomelo A
0001 Release of the 2023 WCED Systemic Testing Programme Results for Grades 3, 6 and 9
Vrystelling van die 2023-uitslae van die WKOD se program vir sistemiese toetsing vir graad 3, 6 en 9
Ukukhutshwa kweZiphumo zeProgram yoVavanyo yeNkqubo yeMfundo yeSebe i-WCED zango-2023 kumaBakala 3, 6 no-9

Branch: Curriculum and Assessment Management Minutes (B-CM)

0009 Retention of Grades R–12 2023/2024 Annual Teaching Plans including revised School- based Assessment and examination weightings for the 2025 academic year
Behoud van 2023/2024 se Jaarlikse Onderrigplanne, asook die hersiene gewigbepalings vir Skoolgebaseerde Assessering en eksamens vir graad R tot 12 gedurende 2025 se akademiese jaar
Ukugcinwa kweziCwangciso zokuFundisa zaQho ngoNyaka (Annual Teaching Plans (ATPs)) zamaBakala R ukuya kwele-12 zango-2023/2024 kuqukwa nemilinganiselo yamanqaku ehlaziyiweyo ee-School-Based Assessments (SBAs) neemviwo zonyaka wokufunda u-2025
0008 Implementation of the 2024 Programme of Assessment in public schools across the General Education and Training band (Grades 1−9)
Inwerkingstelling van 2024 se assesseringsprogram in openbare skole vir die Algemene Onderwys-en-Opleidingsband (Graad 1 tot 9)
Ukuphunyezwa kweProgram yoVavanyo yango-2024 kwizikolo zikarhulumente kwicandelo i-General Education and Training band ngokubanzi (AmaBakala 1 ukuya ku-9)
Attachment(s): Annexure A

Assessment Management Minutes (DAM)

0023 Assessment management time frames for 2025
Tydraamwerke vir assesseringsbestuur in 2025
Imihla namaxesha amiselweyo olawulo lovavanyo ngo-2025
0022 Management and administration of requests for subject changes and corrections for Grades 10–12
Die bestuur en administrasie van versoeke om vakveranderinge en -regstellings vir graad 10 tot 12
Ukuphathwa nokulawulwa kwezicelo zotshintsho lwezifundo nezezilungiso zamaBakala 10–12
Attachment(s): Addendum A | Addendum B
0021 Procedures to prevent irregularities and clarification of the process to be followed when reporting irregularities, complaints and incidents during the conduct of the National Senior Certificate (NSC) and Senior Certificate (SC) examinations
Prosedures om onreëlmatighede te voorkom en uiteensetting van die proses wat gevolg moet word wanneer onreëlmatighede, klagtes en voorvalle tydens die afneem van die Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) en Senior Sertifikaat- (SS-) eksamens aangemeld word
Iinkqubo zokuthintela izitenxo nengcaciso ngenkqubo emayilandelwe xa kunikwa ingxelo ngezitenxo, izikhalazo nezehlo ngethuba lokuqhutywa kweemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) nezeSatifikethik seMatriki (SC)
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0020 Procedures and guidelines for the November 2024 National Senior Certificate final practical examinations for Computer Applications Technology (CAT) and Information Technology (IT)
Prosedures en riglyne vir die finale praktiese eksamens vir Rekenaartoepassingstegnologie (RTT) en Inligtingstegnologie (IT) vir die Nasionale Senior Sertifikaat in November 2024
Iinkqubo nezikhokelo zeemviwo zokugqibela zepraktikhali ze-Computer Applications Technology (CAT) ne-Information Technology (IT) zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngoNovemba 2024
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Bylae A
0019 Administration of the writing of the supplementary Common Assessment Task for Grade 12 Life Orientation in 2024
Administrasie vir die afneem van die aanvullende Algemene Assesseringstaak vir graad 12-Lewensoriëntering in 2024
Ulawulo lokubhalwa koMsebenzi woVavanyo okuMgangatho ofanayo (Common Assessment Task) wokuxabangela kwiSifundo soLwazi ngezoBomi (Life Orientation (LO)) kwiBakala 12 ngo-2024
0018 Participation in the signing of a pledge and commitment agreement related to the writing of the 2024 National Senior Certificate examinations
Deelname aan die ondertekening van ʼn belofte en verbintenisooreenkoms met betrekking tot die skryf van die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen vir 2024
Ukuthatha inxaxheba ekusayineni isithembiso (pledge) nemvumelwano yokuzibophelela enxulumene nokubhalwa kweemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngowama-2024
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Bylae A | IsiHlomelo A
0017 Clarification on assessment accommodations/concessions appeals and urgent applications in case of emergencies in Grade 12 (ad hoc support)
Duidelikheid oor die appèlprosedure ten opsigte van assesseringsakkommodasies/konsessies, asook dringende aansoeke in die geval van noodsituasies in graad 12 (ad hoc-ondersteuning)
Inkcazo ngezicelo zezibheno ezimalunga neminyinyiva/nokuxolelwa kuvavanyo (assessment accommodations/concessions appeals) nezicelo ezingxamisekileyo kwimeko ezingxamisekileyo kwiBakala 12 (inkxaso yokukhawulelana nemeko yethutyana)
0016 Impact of the early start of the November 2024 National Senior Certificate examinations on end-of-year programmes and National Senior Certificate marking processes
Die vroeë aanvang van die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in November 2024 en die impak daarvan op die jaareindprogramme en die Nasionale Senior Sertifikaat se nasienprosesse
Ifuthe lokuqalwa phambi kwexesha elilindelekileyo kweemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zangoNovemba 2024 kwiiprogram zokuphela konyaka nakwiinkqubo zokumakishwa kwamaphepha eemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke
0015 NSC and SC examinations 2024/25 – Compulsory training for all principals/centre managers, chief invigilators, senior invigilators, invigilators, resident and roving monitors and district officials involved in the conduct, administration and management of the examinations
2024/25 se NSS- en SS-eksamens – Verpligte opleiding vir alle prinsipale/sentrumbestuurders, hoofopsieners, senior opsieners, opsieners, nie- reisende en reisende monitors en distriksamptenare wat by die afneem, administrasie en bestuur van die eksamens betrokke is
Iimviwo ze-NSC neze-SC zango-2024/25 – Uqeqesho olunyanzelekileyo lwazo zonke iinqununu/abaphathi bamaziko okubhalela iimviwo, abagadi babaviwa abaziintloko, abagadi babaviwa abaneqhuzu, abagadi babaviwa, ababeki-liso abakumaziko nabajikeleza phakathi kwamaziko (resident and roving monitors) kunye namagosa ezithili; abathatha inxaxheba ekuqhutyweni, ekulawulweni nasekuphathweni kweemviwo
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0014 Administration of the Common Assessment Task (CAT) for Grade 12 Life Orientation in 2024
Administrasie van die Algemene Assesseringstaak (AAT) vir graad 12 Lewensoriëntering (LO) in 2024
Ukulawulwa koMsebenzi woVavanyo okuMgangatho oFanayo (Common Assessment Task (CAT)) kwiSifundo soLwazi ngezoBomi (Life Orientation) kwiBakala 12 ngo-2024
0013 November 2024 National Senior Certificate (NSC) examinations: Completion of School-based Assessment (SBA), Practical Assessment Task (PAT) and Language Oral subject record sheets and mark sheets
November 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen: Voltooiing van vakrekordblaaie en punteblaaie vir Skoolgebaseerde Assesserings (SGA’s), Praktiese Assesseringstake (PAT’s) en Taal-mondelinge
IiMviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate) (NSC) zangoNovemba 2024: Ukuzaliswa kweerekhodishithi neemakhishithi zezifundo ze- School-based Assessment (SBA), eze-Practical Assessment Tasks (PATs) neze-Orali yoLwimi (Language Oral)
Attachment(s): Annexure A
0012 Risk management for the National Senior Certificate (NSC) and Senior Certificate (SC) examinations - October/November 2024 and May/June 2025
Risikobestuur vir die Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-), en Senior Sertifikaat- (SS-) eksamens in Oktober/November 2024 en Mei/Junie 2025
Ukulawulwa kwemiba engayingxaki kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate (NSC)) nezeSatifikethi seMatriki (Senior Certificate (SC)) zango-Oktobha/Novemba 2024 nezangoMeyi/Juni 2025
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D
0011 November 2024 National Senior Certificate examinations: Procedures and guidelines for the conduct of the final practical examinations for Design and Visual Art
Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in November 2024: Prosedures en riglyne vir die afneem van die finale praktiese eksamens vir Ontwerp en Visuele Kunste
Iimviwo zangoNovemba zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-2024: Iinkqubo nesikhokelo sokuqhutywa kweemviwo zepraktikhali zokugqibela kwizifundo zeDesign ne-Visual Arts
0010 Guidelines for the administration of the Practical Assessment Task for Tourism for the 2024 National Senior Certificate examinations
Riglyne vir die administrasie van die Praktiese Assesseringstaak vir Toerisme tydens die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in 2024
ISikhokelo sokulawulwa kweMisebenzi yoVavanyo yePraktikhali yeSifundo se-Tourism (Practical Assessment Task for Tourism) kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-2024
0009 Invitation to apply for the position of monitor for the 2024/25 National Senior Certificate (NSC) and Senior Certificate (SC) examinations
Uitnodiging om aansoek te doen om die betrekking as monitor vir die Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) en Senior Sertifikaat- (SS-) eksamens in 2024/25
Kucelwa izicelo zesithuba sokuba ligosa elingumakhi-mkhanya (monitor) kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) nezeSatifikethi seMatriki (SC) zango- 2024/2025
0007 Release of revised subject weightings relating to the Programme of Assessment (POA) for the Further Education and Training band (FET) (Grades 10−12)
Vrystelling van hersiene gewigsbepalings vir vakke met betrekking tot die assesseringsprogram (POA) vir die Verdere Onderwys- en Opleiding- (VOO-) band (Graad 10 tot 12)
Ukukhutshwa kwemilinganiselo yamanqaku ezifundo ehlaziyiweyo emalunga neProgram yoVavanyo (Programme of Assessment (POA)) kwisigaba se-Further Education and Training (FET) Band, (kumaBakala 10-12)
Attachment(s): Annexure A
0006 Distribution of Grade 12 Diagnostic Report on Learner Performance: 2023 National Senior Certificate (NSC) Examinations
Verspreiding van die Graad 12 Diagnostiese Verslag oor Leerderprestasie: 2023 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen
Ukusiwa kweNgxelo engokuQwalasela iiNgxaki kwiNdlela aBafundi abaqhube ngayo kwiBakala 12 kwiiMviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) zango-2023
0005 Implementation of Circular E06 of 2022: Guideline on the Quality Assurance of School- Based Assessment (SBA) for Grades 10-12 and a Standard Operating Procedure (SOP)
Implementering van Omsendbrief E06 van 2022: Riglyn vir die gehalteversekering van skoolgebaseerde assessering (SGA) vir graad 10 tot 12 en ’n Standaardbedryfsprosedure (SBP)
Ukuphunyezwa kweSetyhula E06 ka-2022: Isikhokelo i-Guideline on the Quality Assurance of School-Based Assessment (SBA) for Grades 10-12 kunye neMigaqo yokuSebenza eMiselweyo (Standard Operating Procedures (SOP))
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0004 Practical Assessment Tasks for the 2024 National Senior Certificate examinations
Praktiese Assesseringstake vir die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in 2024
IMisebenzi yoVavanyo lwePrakthikhali yeemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngo-2024
0003 Applications for positions of internal moderators, chief markers, deputy chief markers, senior markers and markers for the November 2024 National Senior Certificate, June 2025 National Senior Certificate and the June 2025 Senior Certificate examinations
Aansoeke om betrekkings as interne moderators, hoofnasieners, adjunkhoofnasieners, senior nasieners en nasieners vir November 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat-, Junie 2025 se Nasionale Senior Sertifikaat- en Junie 2025 se Senior Sertifikaat-eksamen
Kucelwa izicelo zezithuba zeemodareyitha zangaphakathi, zabamakishi abaziintloko, zamasekela-bamakishi abaziintloko, zabamakishi abakhulu nezabamakishi, kwiimviwo zangoNovemba 2024 zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC), 2025 kwezeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zangoJuni 2025, nezeSatifikethi seMatriki (SC) zangoJuni 2025
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D | Annexure E | Bylae A | Bylae B | IsiHlomelo A | IsiHlomelo B
0002 Management and administration of requests for subject changes and corrections for Grades 10–12
Die bestuur en administrasie van versoeke om vakveranderinge en -regstellings vir graad 10 tot 12
Ukuphathwa nokulawulwa kwezicelo zotshintsho lwezifundo nezezilungiso zamaBakala 10–12
Attachment(s): Addendum A | Addendum B
0001 Extension of the validity period of the 2021 National Senior Certificate (NSC) examination guidelines
Verlenging van die geldigheidstydperk van 2021 se eksamenriglyne vir die Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen
Ukwandiswa kwethuba lokubasemthethweni kwezikhokelo zoviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-2021 (2021 National Senior Certificate (NSC) examination guidelines)

Cape Teaching and Leadership Institute Minutes (CTLI)

0005 Celebrating International School Library Month (ISLM)
Viering van Internasionale Skoolbiblioteekmaand (ISBM)
Ukubhiyozela iNyanga yeLayibrari yeSikolo kuMazwe ngaMazwe (International School Library Month (ISLM))
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Bylae A | Bylae B | Bylae C | IsiHlomelo A | IsiHlomelo B | IsiHlomelo C
0004 Appointment of a new catering service provider at the Cape Teaching and Leadership Institute (CTLI)
Aanstelling van ’n nuwe diensverskaffer om spysenieringsdienste by die Kaapse Onderrig- en Leierskapinstituut (KOLI) te lewer
Ukutyunjwa komboneleli-nkonzo omtsha wokupheka kwi-Cape Teaching and Leadership Institute (CTLI)
0003 2024 National Teaching Awards
Die Nasionale Onderwystoekennings vir 2024
AmaBhaso okuWonga ooTitshala kaZwelonke ango-2024
Attachment(s): NTA Nomination Guide 2024 | Nomination submission process
0002 Continuing Professional Development bursaries available: Advanced Diploma in Education: School Leadership and Management
Beurse beskikbaar vir voortgesette professionele ontwikkeling: Gevorderde Onderwysdiploma: Skoolleierskap en -bestuur
IiBhasari zokuPhuhliswa kweZakhono zoBuchule ngokuQhubekekayo ezifumanekayo: kwi-Advanced Diploma in Education: School Leadership and Management
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0001 Educator development courses and webinars to be offered at the Cape Teaching and Leadership Institute in Terms 2 and 3 (2024) and Term 1 (2025)
Kursusse en webinare vir opvoederontwikkeling wat in Kwartaal 2 en 3 (2024) en Kwartaal 1 (2025) by die Kaapse Onderrig- en Leierskapinstituut aangebied sal word
Iikhosi neewebhina zophuhliso lwezakhono zootitshala eziya kwenziwa e-Cape Teaching and Leadership Institute ngo-2024 nakwiKota yeSikolo 1 (2025)
Attachment(s): Annexure A 1 | Annexure B

Curriculum FET Minutes (DCF)

0008 Prescribed literature for the October/November 2025 to May/June 2027 Grade 12 examinations
Voorgeskrewe letterkunde vir Oktober/November 2025 tot Mei/Junie 2027 se graad 12-eksamens
Uncwadi olumiselweyo lweemviwo zeBakala 12 zango-Oktobha/Novemba 2025 ukuya kuMeyi/Juni 2027
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0007 Extension of the piloting of the vocationally oriented subjects in approved ordinary public and independent schools
Verlenging van die proefprogram betreffende die implementering van beroepsgerigte vakke in goedgekeurde gewone openbare skole en onafhanklike skole
Ukwandiswa kwethuba lezifundo ezilingwayo ezigxila kumakhondo omsebenzi owuqeqeshelweyo kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nakwizikolo ezizimeleyo ezivunyiweyo
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D
0006 Subject Choices for Grade 9 learners
Vakkeuses vir graad 9-leerders
Ukukhethwa kwezifundo ngabafundi beBakala 9
0005 Request for schools to commemorate Africa Day during the week of 20−24 May 2024
Versoek aan skole om gedurende die week van 20 tot 24 Mei 2024 Afrika-dag te vier
Isicelo sokuba izikolo zikhumbule uSuku lwe-Afrika kwiveki ye-20 ukuya kweye-24 Meyi 2024
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0004 Western Cape Essay Writing Bursary Competition for Grade 11 learners offering Economics, Accounting and Mathematics (2024/25)
Wes-Kaapse opstelbeurskompetisie vir graad 11-leerders wat Ekonomie, Rekeningkunde en Wiskunde neem (2024/25)
Ukhuphiswano lokubhala isincoko i-Western Cape Essay Writing Bursary Competition olwenzelwa abafundi bebanga 11 abenza i-Economics, i-Accounting neMathematics (ngo-2024/25)
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0003 Extending the pilot phase for the vocationally oriented subjects in ordinary public schools in 2024 to prepare for the full rollout in 2025
Verlenging van die proefprogram vir beroepsgerigte vakke in gewone openbare skole in 2024 ter voorbereiding van volle implementering in 2025
Ukwandiswa kwethuba lokulingwa kwezifundo zokuqeqeshelwa amakhondo emisebenzi yezandla (vocationally oriented subjects) kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo ngo-2024 ukulungiselela ukuqaliswa ngokupheleleyo kwazo ngo-2025
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0002 Support for Further Education and Training (FET) learners during 2024 via the Telematics platform and live streaming
Ondersteuning vir Verdere Onderwys en Opleiding (VOO-) -leerders gedurende 2024 via die telematiese platform en regstreekse uitsending
Inkxaso enikwa abafundi beCandelo leMfundo noQeqesho oluQhubelekayo (FET) ngo-2024 kusetyenziswa i-Telematics platform nosasazo ngqo (live streaming) lwezifundo
Attachment(s): Annexure A
0001 Tips for Success booklets to 2024 National Senior Certificate candidates
Wenke vir Sukses-boekies vir Nasionale Senior Sertifikaat-kandidate in 2024
IiNcwadana zee-Tips for Success eziya kuBaviwa beSatifikethi seMatriki sikaZwelonke bango-2024

Curriculum GET Minutes (DCG)

0010 Implementation of Mother Tongue-based Bilingual Education (MTbBE) in 2025
Implementering van Moedertaalgebaseerde Tweetalige Onderwys (MTbTO) in 2025
Ukuphunyezwa kweMfundo kusetyenziswa iilwimi ezimbini nesekelwe kuLwimi lweNkobe (Mother Tongue-based Bilingual Education) ngo-2025
Attachment(s): Annexure A, B & C
0009 Managing learning losses – strengthening Language and Mathematics learning in the Foundation Phase
Die bestuur van leerverliese – versterk die leer van Taal en Wiskunde in die Grondslagfase
Ukulawulwa kwexesha lokufunda ekuphulukenwe nalo – ukomelezwa kokufundwa koLwimi neMathematika kwiSigaba esiSiseko
Attachment(s): Annexure A
0008 Suggested bridging strategy for learners from Grade 3 to Grade 4
Voorgestelde oorbruggingstrategie vir leerders wat van graad 3 na graad 4 vorder
Isicwangciso esicetywayo sokunceda abafundi beBakala 3 badlulele kwiBakala 4
Attachment(s): Annexure A | Bylae A | IsiHlomelo A
0007 Roll out of a structured Xhosa Home Language Literacy Programme based on the Science of Reading in the Foundation Phase
Bekendstelling van ʼn gestruktureerde geletterdheidsprogram in Xhosa Huistaal wat op die wetenskap van lees in die Grondslagfase gebaseer is
Ukuqaliswa kweProgram ecwangcisiweyo yesiXhosa uLwimi lweeNkobe esekelwe kuBuchule boKufunda (Science of Reading) kwiSigaba esiSiseko
0006 Rollout of a structured English Home Language Literacy Programme based on the Science of Reading in Foundation Phase
Bekendstelling van ’n gestruktureerde geletterdheidsprogram in Engels Huistaal wat op die wetenskap van lees in die Grondslagfase gebaseer is
Ukuqaliswa kweProgram ecwangcisiweyo yoLwazi loKubhala noKufunda yesiNgesi uLwimi lweeNkobe esekelwe kuBuchule boKufunda (Science of Reading) kwiSigaba esiSiseko
0005 Roll out of a structured Afrikaans Home Language Literacy Programme based on the Science of Reading in the Foundation Phase
Bekendstelling van ’n gestruktureerde geletterdheidsprogram in Afrikaans Huistaal wat op die wetenskap van lees in die Grondslagfase gebaseer is
Ukuqaliswa kweProgram ecwangcisiweyo yoLwazi loKubhala noKufunda yesi- Afrikansi uLwimi lweeNkobe esekelwe kuBuchule boKufunda (Science of Reading) kwiSigaba esiSiseko
0004 Call for learners, 11−18 years old, to participate in the 2024 provincial Expo for Young Scientists
Beroep op leerders tussen die ouderdomme van 11 en 18 jaar om deel te neem aan 2024 se provinsiale Ekspo vir Jong Wetenskaplikes
Isimemo esiya kubafundi, abaneminyaka eli-11 ukuya kweli-18 ubudala, ukuba bathathe inxaxheba kwi-Expo for Young Scientists yephondo ka-2024
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0003 Call to register Grades 4–9 learners for the 2024 Natural Sciences, Grades 10-11 for the Life and Physical Sciences Olympiads and Grade 7 learners for the AstroQuiz Competition
Uitnodiging om graad 4- tot 9-leerders vir die Natuurwetenskappe-olimpiade, graad 10- tot 11-leerders vir die Lewenswetenskappe-olimpiade en Fisiese Wetenskappe-olimpiade, en graad 7-leerders vir die AstroQuiz-kompetisie in 2024 te registreer
Kucelwa abafundi bamaBakala 4 ukuya ku-9 babhalisele uKhuphiswano lwango- 2024, lwe-Natural Sciences, olwe-Life and Physical Sciences Olympiads kumaBakala 10 ukuya ku-11 nolwe-Astroquiz Competition lwabafundi beBakala 7
0001 Notice of Economic Management Sciences (EMS) teacher professional development workshop for Grades 7–9 novice teachers
Kennisgewing van werksessies vir die professionele ontwikkeling van graad 7- tot 9- onderwysers wat vir die eerste keer Ekonomiese en Bestuurswetenskappe (EBW) onderrig
Isaziso ngomasifundisane wophuhliso lwezakhono zootitshala abangekabi namava (novice teachers) kumaBakala 7-9 kwisifundo se-Economic Management Sciences (EMS)

Curriculum GET & FET Minutes (DCG&DCF)

0002 South African Mathematics Challenge for Grades 4−7 and South African Mathematics Olympiad for Grades 8−12
Suid-Afrikaanse Wiskunde-uitdaging vir graad 4 tot 7 en Suid-Afrikaanse Wiskunde- olimpiade vir graad 8 tot 12
UKhuphiswano lwe-South African Mathematics Challenge lwamaBakala 4-7 kunye ne-South African Mathematics Olympiad yamaBakala 8 -12
Attachment(s): SAMC-2024 Entry | SAMO-2024 Entry
0001 Monitoring of Curriculum Coverage
Monitering van kurrikulumdekking
Ukubeka esweni ukufundiswa kweKharityhulam noVavanyo
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D | Annexure E | Annexure F | Bylae E | Bylae F | IsiHlomelo E | IsiHlomelo F

eLearning Minutes (DEL)

0005 Securing ICT equipment and devices at schools during the December school holiday
Beveiliging van IKT-toerusting en -toestelle gedurende die Desember-skoolvakansie
Ukukhuselwa kwezixhobo nedivayisi ze-ICT ngethuba leholide yezikolo yangoDisemba
0004 New iteration of the Information and Communication Technology Adoption Strategy: a self-paced, online learning course for School Management Teams, educators at all public schools and education officials
Nuwe vrystelling van die Inligting- en Kommunikasietegnologie- aanvaardingstrategie (Information and Technology Adoption Strategy): ’n Aanlynleerkursus vir skoolbestuurspanne, opvoeders by alle openbare skole en onderwysamptenare wat teen individue se eie tempo voltooi word
Ukuqaliswa okutsha kwenkqubo yophinda-phindo ye-Information and Communication Technology Adoption Strategy: ikhosi yekhompyutha oyenza ngexesha lakho yeeKomiti zoLawulo zeZikolo neyootitshala bazo zonke izikolo zikarhulumente neyamagosa emfundo
0003 Third iteration of the Information and Communication Technology Adoption Strategy: a self-paced, online learning course for School Management Teams, educators at all public schools and education officials
Derde vrystelling van die Inligting- en Kommunikasietegnologie- aanvaardingstrategie (Information and Technology Adoption Strategy): ’n Aanlynleerkursus vir skoolbestuurspanne, opvoeders by alle openbare skole en onderwysamptenare wat teen individue se eie tempo voltooi word
Ukuqaliswa kwesithathu kwenkqubo yophinda-phindo ye-Information and Communication Technology Adoption Strategy: ikhosi yekhompyutha oyenza ngexesha lakho yeeKomiti zoLawulo zeZikolo neyootitshala bazo zonke izikolo zikarhulumente neyamagosa emfundo
0002 National Senior Certificate bank of interactive questions and answers
Interaktiewe vraag-en-antwoord-databasis vir die Nasionale Senior Sertifikaat
Ibhanki enguvimba wedatha yeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke yesistim yekhompyutha yemibuzo neempendulo
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure B1 | Annexure B2
0001 Updated guidelines on cellular phones and other mobile technologies in public schools
Bygewerkte riglyne oor selfone en ander mobiele tegnologie in openbare skole
Isikhokelo esihlaziyiweyo esingosetyenziso lweeselula nezinye izixhobo zethekhinoloji eziziimobhayili kwizikolo zikarhulumente
Attachment(s): Annexure A

Examinations Administration Minutes (DEA)

0009 Release of the 2024 National Senior Certificate (NSC) examination results
Die vrystelling van 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamenuitslae
Ukukhutshwa kweziphumo zeemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) zango-2024
Attachment(s): Annexure A
0008 Procedures for the administration of the Music Paper 2 (P2) (Comprehension) October/November 2024 National Senior Certificate examination
Prosedures vir die administrasie van Musiek Vraestel 2 (V2) (Begrip) tydens die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in Oktober/November 2024
Imigaqo yolawulo lwePhepha 2 loMculo (Music Paper 2 (P2)) (Comprehension) kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-Oktobha/Novemba 2024
0006 Preparation for the conduct of the October/November 2024 National Senior Certificate (NSC) examinations and the safekeeping of the NSC question papers, answer books and mark sheets
Voorbereiding vir die afneem van Oktober/November 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen en die veilige bewaring van die eksamenvraestelle, antwoordboeke en punteblaaie van die NSS-eksamen
Amalungiselelo okuqhutywa kweemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-Oktobha/Novemba 2024 nokugcinwa ngokukhuselekileyo kwamaphepha emibuzo, iincwadi zeempendulo neemakhishithi
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure H | Annexure I
0005 Audit of public and independent examination centres offering the 2024 National Senior Certificate/Senior Certificate examinations
Oudit van openbare en onafhanklike eksamensentrums wat die Nasionale Senior Sertifikaat-/Senior Sertifikaat-eksamens in 2024 aanbied
Ukuhlolwa kwamaziko okubhalela iimviwo karhulumente nazimeleyo ekuya kubhalelwa kuwo iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke/zeSatifikethi seMatriki ngo-2024
0004 Return of unclaimed National Senior Certificate certificates
Teruggawe van onopgeëiste sertifikate vir die Nasionale Senior Sertifikaat
Ukubuyiselwa kweezatifikethi zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) ezingabangwanga
Attachment(s): Annexure A | Umalusi Circular QCC2 of 2012
0003 Marking centre application process for the November 2024 – September 2027 National Senior Certificate and Senior Certificate examinations
Aansoekproses om as nasiensentrums diens te doen vir die Nasionale Senior Sertifikaat- en Senior Sertifikaat-eksamens van November 2024 tot September 2027
Inkqubo yokufaka isicelo sokuba liziko lokumakishela iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke nezeSatifikethi seMatriki ngoNovemba 2024 ukuya kuSeptemba 2027
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0002 Appointment of invigilators for the June 2024 National Senior Certificate (NSC) and Senior Certificate (SC), and November 2024 NSC examinations
Aanstelling van opsieners vir Junie 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) en Senior Sertifikaat- (SS-) eksamens en November 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen
Ukuqeshwa kwabagadi babaviwa ukwenzela iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) nezeSatifikethi seMatriki (SC) zangoJuni 2024, nezeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC), zango-Novemba 2024
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D | Annexure E | Annexure F | Annexure G | Bylae B | Bylae C | Bylae E | Bylae G | IsiHlomelo E | Checklist for Invigilator Nomination Form
0001 Verification of Grade 12 learner registration information on CEMIS for the 2024 National Senior Certificate (NSC) examination
Verifikasie van graad 12-leerders se registrasie-inligting op SOBIS vir 2024 se Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen
Ukungqinisiswa kwengcaciso yabafundi beBakala 12 abakwi-CEMIS ukulungiselela uViwo lweSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) lwango-2024
Attachment(s): Annexure A

Early Childhood Development Minutes (ECD)

0001 Reissuing of Grade R registration certificates to schools
Heruitreiking van graad R-registrasiesertifikate aan skole
Ukukhutshwa kwakhona kwezatifikethi zobhaliso zeBakala R ezinikwa izikolo

Institution Development and Coordination Minutes (IDC)

0005 Introduction of a proof of hard copy application submission reply slip
Bekendstelling van ʼn antwoordstrokie wat dien as bewys dat aansoeke in drukstukformaat ontvang is
Ukuqaliswa kokusetyenziswa kwesiliphu sempendulo (reply slip) esibubungqina bokungeniswa kwesicelo sendawo yokufunda
Attachment(s): Annexure | Bylae
0004 Die Burger and Netwerk24 Youth Leadership Conference: 8–13 December 2024
Die Burger en Netwerk24 se Jeugleierskapskonferensie vanaf 08 tot 13 Desember 2024
INkomfa i-Die Burger and Netwerk24 Youth Leadership Conference yange-08 ukuya kowe-13 Disemba 2024
0003 Date for admissions outcome changed from 29 May 2024 to 30 May 2024
Verandering van datum vir bekendmaking van uitkoms van toelatingsaansoeke van 29 Mei 2024 na 30 Mei 2024
Umhla wokwaziswa kweziphumo zokwamkelwa kwabafundi ezikolweni utshintshiwe ukususela kowama-29 Meyi ukuya kowama-30 Meyi 2024
0002 Applications from private scholar transport service providers for operating licences from the Provincial Regulatory Entity and the role of the principal
Aansoeke om bedryfslisensies by die provinsiale regulatoriese entiteit deur diensverskaffers en persone wat privaat vervoer aan leerders verskaf, en die rol van die prinsipaal
Indima yenqununu kunye nezicelo ezivela kubaboneleli-nkonzo bezothutho lwabafundi babucala ukwenzela iilayisenisi zokusebenza ezivela kwi-Provincial Regulatory Entity
Attachment(s): Annexure A
0001 Invitation to schools to apply for blue heritage plaques in 2024
Uitnodiging aan skole om in 2024 aansoek te doen om blou gedenkplate
Kucelwa izikolo ukuba zenze isicelo sokufumana amacwecwe ezikhumbuzo zemveli ii-blue heritage plaques ngo-2024
Attachment(s): Annexure A

DSE: National School Nutrition Programme Minute (NSNP)

0001 Audit findings for National School Nutrition Programme (NSNP) for 2023/2024
Bevindinge van die oudit van die Nasionale Skoolvoedingsprogram (NSVP) vir 2023/2024
Iziphumo zokuphicothwa kweencwadi kwiProgram ye-National School Nutrition Programme (NSNP) ukwenzela owama-2023/2024

Directorate: Communications (D-COM)

0001 Approval of levied tariffs for Directorate: Communication: Edumedia
Goedkeuring van tariewe wat vir Direktoraat: Kommunikasie: Edumedia gehef word
Ukuvunywa kwamaxabiso eentlawulo ezibizwa kwa-Edumedia (kwiCandelo lezoNxibelelwano)
Attachment(s): Annexure A

Financial Accounting Minutes (DFA)

0004 Procedures and guidelines for handling financial documents (payments, receipts, and journals)
Prosedures en riglyne vir die hantering van finansiële dokumente (betalings, ontvangste en joernale)
Isikhokelo nemigaqo yokusingathwa (process) kwamaxwebhu ezemali (iintlawulo, iirisithi neejenali)
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure C1 | Annexure C2 | Annexure D | Annexure E | Annexure F | Annexure G-A | Annexure G-B | Annexure G-C | Annexure G-F
Forms: WCG001 - T&S Advance | WCG002 - BAS Allocation Attachment | WCG003 - BAS Debt Agreement Maintenance | WCG004 - BAS Journal Entry Processing Maintenance | WCG006 - Entity Bank Details | WCG007 - BAS Journ Entry Process | WCG013 - BAS Sundry recurring payment maintenance | Sundry Payment BASIS WCG013 | WCG015 - BAS purchase order payment | WCG020 - Transaction Maintenance
0003 Reporting of all invoices received and processed by the WCED offices
Verslagdoening oor alle fakture wat deur WKOD-kantore ontvang en verwerk word
Ukunika ingxelo ngazo zonke ii-invoyisi ezifunyenweyo neziqwalaselweyo (processed) zii-ofisi zeSebe i-WCED
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C
0002 Inputs for the compilation of financial statements for the 2023/24 financial year
Insette vir die saamstel van finansiële state vir die 2023/24-boekjaar
Amagalelo (Inputs) okulungiselela ukuqulunqwa kweengxelo-mali zonyaka-mali ka- 2023/24
Attachment(s): AFS Input control List
0001 Basic Accounting System (BAS) – Closing procedures for the 2023/24 financial year
Basiese Rekeningkundige Stelsel (BRS) – Sluitingsprosedures vir die 2023/24- boekjaar
INkqubo yoLawulo lweMicimbi yezeMali (Basic Accounting System (BAS)) - Iinkqubo zokuvalwa kweencwadi zonyaka-mali ka-2023/24

Management Accounting Minutes (DMA)

0001 National quintile classification and fee status appeals
Nasionale kwintielklassifikasie en appèlle teen skoolgeldstatus
Ukwahlulwa kwezikolo ngokwamanqanaba entlupheko kazwelonke nezicelo zezibheno ngobume (status) beefizi

Procurement Management Minutes (DPM)

0001 Western Cape Education Department (WCED) Bid Committee meeting dates for 2025
Vergaderdatums vir 2025 van die Bodkomitee van die Wes-Kaapse Onderwysdepartement (WKOD)
Imihla yeentlanganiso zeKomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso yeSebe leMfundo leNtshona Koloni (iSebe i-WCED) ngo-2025

Strategic People Management Minutes (HRM)

0012 Importance of sound performance management
Belangrikheid van behoorlike prestasiebestuur
Ukubaluleka kolawulo lwentsebenzo esemgangathweni
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0011 Agreement on Recognition of Improved Qualifications (RIQ) process for employees appointed in terms of the Public Service Act
Ooreenkoms oor die proses vir die Erkenning van Verbeterde Kwalifikasies (EVK) vir werknemers wat ingevolge die Staatsdienswet aangestel is
Imvumelwano malunga nenkqubo yoKuqatshelwa kokuPhuculwa koMgangatho waMabanga eMfundo (Recognition of Improved Qualifications (RIQ)) kubaqeshwa abaqeshwe ngokoMthetho weNkonzo kaRhulumente
Attachment(s): RIQ Application Form 2024
0010 Bursary scheme for public service employees for part-time studies during the 2025 academic year
Beursskema vir staatsdienswerknemers vir deeltydse studies gedurende die 2025- akademiese jaar
Iskim seebhasari sabaqeshwa benkonzo karhulumente zokufunda ngokungesosigxina kunyaka wokufunda wama-2025
0009 District-based Funza Lushaka bursaries for students in the Western Cape for 2025
Distriksgebaseerde Funza Lushaka-beurse vir studente in die Wes-Kaap vir 2025
Iibhasari ze-Funza Lushaka ezifumaneka ngokwezithili zabafundi abaseNtshona Koloni ukulungiselela u-2025
0008 Dissemination of Code of Conduct
Verspreiding van die gedragskode
Ukuhanjiswa koMgaqo wokuZiphatha (Code of Conduct)
Attachment(s): Code of Conduct for Public Service | Public Service Regulations
0007 Designated employees to disclose their financial interests and the availability of the eDisclosure system on the internet
Openbaarmaking van aangewese werknemers se finansiële belange en die beskikbaarheid van die eDisclosure-stelsel op die internet
Abaqeshwa abatyunjiweyo mabakuxele ukuchaphazeleka kwabo kwimicimbi yezemali nokufumaneka kwe-eDisclosure system ku-Intanethi
Attachment(s): Determination of other categories of designated employees to disclose
0006 Employees conducting business with an organ of the state
Werknemers wat sake doen met ’n staatsinstelling
Abaqeshwa abaqhuba ushishino nesebe neziko likarhulumente
0005 New application forms and certificates for educators and public servants applying for permission to perform remunerative work outside the public service (RWOPS)
Nuwe aansoekvorms en sertifikate vir opvoeders en staatsamptenare wat aansoek doen vir toestemming om besoldigde werk buite die staatsdiens (RWOPS) te verrig
Iifom zezicelo ezintsha nezatifikethi zootitshala nabasebenzi benkonzo karhulumente abenza izicelo zemvume yokwenza umsebenzi ohlawulelwayo owenziwa ngaphandle kwenkonzo karhulumente (RWOPS)
Attachment(s): Annexure A | Annexure B | Annexure C | Annexure D | Approved Ethics Officer Tool | Approved Supervisor Tool
0004 Importance of sound performance management
Belangrikheid van behoorlike prestasiebestuur
Ukubaluleka kolawulo lwentsebenzo esemgangathweni
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0003 Staff Performance Management and Development System for 2024/25
Personeelprestasiebestuur en ontwikkelingstelsel vir 2024/25
ISistim yoLawulo noPhuhliso lweNtsebenzo yaBasebenzi ukwenzela owama-2024/25
0002 Employees who are directors of a public or private company conducting business with an organ of state
Werknemers wat direkteure is van ’n openbare of privaat maatskappy wat sake doen met ’n staatsinstelling
Abaqeshwa abangabalawuli benkampani karhulumente okanye yabucala abaqhuba ushishino nesebe neziko lolawulo likarhulumente
0001 The importance of educators and public servants applying for permission to perform remunerative work outside the public service
Die belangrikheid vir opvoeders en staatsamptenare om aansoek te doen vir toestemming om besoldigde werk buite die staatsdiens te verrig
Ukubaluleka kokuba ootitshala nabasebenzi benkonzo karhulumente benze isicelo semvume yokwenza umsebenzi ohlawulelwayo owenziwa ngaphandle kwenkonzo karhulumente (remunerative work outside the public service)
Attachment(s): Application Form for RWOPS