Circulars 2016 | Western Cape Education Department

Circulars 2016

0050 eLearning professional development
Professionele ontwikkeling wat eLeer betref
Ukuxhobisa ootitshala ngenkqubo yethekhinoloji i-eLearning
0049 Amendment of dates and timeframe for applications for admission to ordinary public Western Cape Education Department (WCED) schools and management of school admission information for 2017/18
Wysiging van datums en tydsraamwerk vir aansoeke om toelating tot gewone openbare skole van die Wes-Kaap Onderwysdepartement (WKOD) asook die bestuur van skooltoelatingsinligting vir 2017/18
Izilungiso kwimihla namaxesha amisiweyo okwamkela abafundi kwizikolo zeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) nolawulo lwengcaciso engokwamkela kwabafundi ezikolweni ukulungiselela u-2017/18
0048 Compliance with the prescripts of section 38A of the South African Schools Act, 1996 (Act 84 of 1996)
Nakoming van die bepalings van artikel 38A van die Suid-Afrikaanse Skolewet, 1996 (Wet 84 van 1996)
Ukuhambelana mbo nemigqaliselo (prescripts) yesiqendu 38A soMthetho weZikolo zaseMzantsi Afrika, ka-1996 (uMthetho 84 ka-1996)
Attachment(s): Annexures
0047 Basic textbook retrieval report – CEMIS
Basiese handboekherwinningsverslag – SOBIS
Ingxelo esiseko yokufunyanwa kwakhona kweencwadi zezifundo - kwiCEMIS
0046 Guidelines for furniture and equipment procurement for 2018
Riglyne vir die verkryging van meubels en toerusting vir 2018
Isikhokelo esingokuthengwa kwefanitshala kunye nezixhobo zokusebenza ukulungiselela u-2018
Attachment(s): Annexures
0045 Provision of 2017 public service support staff establishments to special public schools
Voorsiening van 2017 diensstate van staatsdiensondersteuningspersoneel aan spesiale openbare skole
Ukubonelelwa kwezikolo ngezithuba zabasebenzi abanika inkxaso benkonzo karhulumente ngo-2017 kwizikolo zemfundo eneemfuno ezizodwa zikarhulumente
0044 Provision of 2017 public service support staff establishments to ordinary public schools
Voorsiening van 2017 diensstate van staatsdiensondersteuningspersoneel aan gewone openbare skole
Ukubonelelwa kwezikolo ngezithuba zabasebenzi abanika inkxaso benkonzo karhulumente ngo-2017 kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo
0043 Online system for Grades R to 9 workbooks for 2017
Aanlynstelsel vir graad R- tot 9-werkboeke vir 2017
Isistim esebenza ngekhompyutha yeencwadi zomsebenzi zamaBakala R – 9 ukulungiselela u-2017
0042 Non-section 21 schools: Norms and standards funding for schools Grades 1–12 — financial allocation for the 2017/18 financial year
Nie-artikel 21 skole: Norme-en-standaarde-befondsing vir skole graad 1–12 — finansiële toewysing vir die 2017/18-boekjaar
Izikolo ezingekho phantsi kwesiqendu 21: Imimiselo nemigangatho yengxowa-mali yezikolo kumaBakala 1-12 – ulwabiwo-mali lonyaka-mali ka-2017/18
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo | WCED Forms
0041 Section 21 schools: Norms and standards funding for schools Grades 1–12 — financial allocation for the 2017/18 financial year
Artikel 21-skole: Norme-en-standaarde-befondsing vir skole graad 1–12 — finansiële toewysing vir die 2017/18-boekjaar
Izikolo eziphantsi kwesiqendu 21: Imimiselo nemigangatho yengxowa-mali yezikolo kumaBakala 1-12 – ulwabiwo-mali lonyaka-mali ka-2017/18
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0040 Dates and timeframes for applications for admission to ordinary Western Cape Education Department (WCED) schools and management of school admission information for 2017/18
Datums en tydraamwerke vir aansoeke om toelating tot gewone skole van die Wes-Kaap Onderwysdepartement (WKOD) sowel as die bestuur van skooltoelatingsinligting vir 2017/18
Imihla namaxesha amisiweyo okwamkela abafundi kwizikolo zeSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) nolawulo lwengcaciso engokwamkela kwabafundi ezikolweni ukulungiselela u-2017/18
0039 Grade R subsidies and other ECD-related matters as for 01 April 2017
Graad R-subsidies en ander VKO verwante sake soos vir 01 April 2017
Iinkxaso-mali zeBakala R neminye imiba enxulumene ne-ECD yowe- 01 Apreli 2017
0038 eLearning as a strategic game-changer
eLeer as ʼn strategiese spelwysiger
I-eLearning njenge-game-changer yobuchule
0037 Participation in pledge-signing ceremony relating to the 2016 National Senior Certificate examinations
Deelname aan die verbintenisondertekeningseremonie wat betrekking het op die 2016 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen
Uthatho-nxaxheba kumsebenzi wokusayina isithembiso esiphathelele kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngo-2016
Attachment(s): Annexure
0036 Guidelines on the installation of cellular masts and base stations on public school premises
Riglyne oor die installering van sellulêre maste en basisstasies op openbare skoolterreine
Isikhokelo ngokufakwa kwee-cellular masts nee-base stations kumasango ezikolo zikarhulumente
0035 School code of conduct
Gedragskode
Umgaqo wokuziphatha wesikolo
Attachment(s): Annexure
0034 Guideline on technology standards for schools
Riglyne oor tegnologiestandaarde vir skole
Isikhokelo ngemigangatho yethekhnoloji eyenzelwe izikolo
Attachment(s): Annexure A
0033 Section 16(2) appointees as stipulated by the Occupational Health and Safety Act
Artikel 16(2) aangesteldes soos bepaal deur die Wet op Beroepsgesondheid en Veiligheid
Abaqeshwa abonyulwe ezikhundleni ngokwesiqendu 16(2) njengoko kumiselwe nguMthetho wezeMpilo noKhuseleko (Occupational Health and Safety Act)
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0032 Revised procedures and tariffs for official gatherings (seminars, workshops, training sessions, forum meetings and conferences)
Hersiene prosedures en tariewe vir amptelike vergaderings (seminare, werksessies, opleidingsessies, forumvergaderings en konferensies)
Iinkqubo neentlawulo ezihlaziyiweyo zokulungiselela iindibano zaseburhulumenteni (iisemina, oomasifundisane, iiseshoni zoqeqesho, iintlanganiso zeeforam neenkomfa)
Attachment(s): Annexure A
0031 Provision of 2017 teaching staff establishments for special public schools
Voorsiening van 2017 se opvoederdiensstate aan spesiale openbare skole
Ukubonelelwa kwezikolo zikarhulumente zemfundo eneemfuno ezizodwa ngezithuba zootitshala ezabelwe izikolo ngo-2017
0030 Provision of 2017 teaching staff establishments for ordinary public schools
Voorsiening van 2017 onderwysdiensstate aan gewone openbare skole
Ukubonelelwa kwezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo ngezithuba zootitshala ezabelwe izikolo ngo-2017
0029 Delivery of Grades R to 9 DBE workbooks for 2017
Aflewering van graad R tot 9 DBO-werkboeke vir 2017
Ukusiwa kweencwadi zokwenza umsebenzi zeDBE zamaBakala R ukuya ku-9 ngo-2017
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0028 Management and administration of subject changes in Grades 10, 11 and 12
Bestuur en administrasie van vakveranderinge in graad 10, 11 en 12
Ukusingathwa nokulawulwa kotshintsho lwezifundo kumaBakala 10, 11 nele-12
Attachment(s): Annexure | Bylae
0027 Final timetable and arrangements for the November 2016 Adult Basic Education and Training (ABET) Level 4 examinations
Finale rooster en reëlings vir die November 2016 Basiese Onderwys en Opleiding vir Volwassenes (VBOO) Vlak 4-eksamens
Ithayimthebhile yokugqibela namalungiselelo eemviwo zeMfundo noQeqesho lwaBadala (ABET) iNqanaba 4 zangoNovemba 2016
Attachment(s): GETC: ABET Level 4 November 2016 Examination Timetable
0026 National Senior Certificate Awards criteria for 2016
Kriteria vir die Nasionale Senior Sertifikaat-toekennings vir 2016
Iikhrayitheriya zaMabhaso eSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ango-2016
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0025 Incremental implementation of Further Education and Training (FET) literature for Grade12 in 2017
Inkrementele implementering van Verdere Onderwys en Opleiding (VOO) literatuur vir graad 12 in 2017
Ukuqaliswa ngokumana kusongezwa ngokwamabakala uncwadi lweMfundo noQeqesho oluQhubelekayo (FET) kwiBakala 12 ngo-2017
Attachment(s): DBE - Grades 10 - 12 FET Literature Catalogue 2015 | FET literature - Gr12 - Extracts | Grades 12 FET Literature Template 2016-17
0024 Prohibition of corporal punishment
Verbod op lyfstraf
Ukuthintelwa kokohlwaya ngokubetha
0023 Online ordering of stationery and cleaning materials in the 2016/17 financial year for all non-section-21 schools
Aanlynbestelling van skryfbehoeftes en skoonmaakmiddels in die 2016/17-boekjaar vir alle nie-artikel 21 skole
Uku-odolwa ngekhompyutha (Online ordering) kwezinto zokubhala nezokucoca kunyaka-mali ka-2016/17 ukwenzela zonke izikolo ezingekho phantsi kwesiqendu 21
Attachment(s): Annexures
0022 Involvement of WCED educators and public service employees in the local elections scheduled for 03 August 2016
Betrokkenheid van WKOD-opvoeders en staatsdienswerknemers by die plaaslike verkiesings wat vir 03 Augustus 2016 geskeduleer is
Ubandakanyeko lootitshala nabaqeshwa benkonzo karhulumente beWCED kunyulo loomasipala olucwangciselwe owe-03 Agasti 2016
Attachment(s): Annexure A1 | Annexure A2 | Annexure B
0021 Amended final timetable for the June 2016 Adult Basic Education and Training (ABET) Level 4 examinations
Gewysigde finale rooster vir die Junie 2016 Basiese Onderwys en Opleiding vir Volwassenes (BOOV) Vlak 4-eksamens
Ithayimthebhile yokugqibela efakelwe izilungiso yemviwo zeMfundo noQeqesho lwaBadala (ABET) iNqanaba 4 zangoJuni 2016
Attachment(s): AET Memorandum No 02 of 2016 | Amended GETC: ABET Level 4 June 2016 examination timetable
0020 Online ordering facility for Grades 1 to 12 CAPS textbooks
Aanlyn fasiliteit vir die bestelling van graad 1 tot 12 KABV-handboeke
Ifasilithi yokwenza ii-odolo ngekhompyutha zeencwadi zezifundo zeCAPS zamaBakala 1-12
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0019 Approval of staggered lunch breaks for office-based employees at Grand Central Towers, Head Office
Goedkeuring van verspreide middagetes vir kantoorgebaseerde werknemers by Grand Central Towers-gebou, Hoofkantoor
Ukuvunywa kwamakhefu elantshi ahlukanisiweyo (staggered lunch breaks) kubasebenzi abasezi-ofisini eGrand Central Towers, kwaNdlunkulu
0018 Final timetable and arrangements for the June 2016 Adult Basic Education and Training (ABET) Level 4 examinations
Finale rooster en reëlings vir die Junie 2016 Basiese Onderwys en Opleiding vir Volwassenes (BOOV) Vlak 4-eksamens
Ithayimthebhile yokugqibela namalungiselelo eemviwo zeMfundo noQeqesho lwaBadala (ABET) iNqanaba 4 zangoJuni 2016
Attachment(s): 2016 June ABET Level 4 Examination Timetable
0017 Management of assessment accommodations for learners who experience barriers to learning and assessment: Grades R – 12 and for learners who request immigrant status for assessment purposes: Grades 4 – 12
Bestuur van assesseringsakkommodasies vir leerders wat hindernisse ten opsigte van leer en assessering: graad R – 12 ervaar en vir leerders wat immigrantstatus vir assesseringsdoeleindes: graad 4 – 12 versoek
Ulawulo lweminyinyiva nokutshintshwa apha naphaya kweemvavanyo kubafundi abanezithintelo ekufundeni nakuvavanyo kumaBakala R - 12 nakubafundi abenze isicelo sokuba baqwalaselwe njengabemi bamanye amazwe ukulungiselela iinjongo zovavanyo kumaBakala 4-12
Attachment(s): Annexure | Bylae | Government Gazette No 37652
0016 Online ordering of stationery and cleaning materials in the 2016/17 financial year for all non-section 21 schools
Aanlyn bestelling van skryfbehoeftes en skoonmaakmiddels in die 2016-/2017-boekjaar vir alle nie-artikel 21-skole
Uku-odolwa ngekhompyutha kwezinto zokubhala nezinto zokucoca kunyaka-mali ka-2016/2017 ukwenzela zonke izikolo ezingekho phantsi kwesiqendu 21
Attachment(s): Annexures
0015 Ordering of stationery and cleaning materials in the 2016/17 financial year for section 21 schools
Bestelling van skryfbehoeftes en skoonmaakmiddels in die 2016-/17-boekjaar vir artikel 21-skole
Uku-odolwa kwezinto zokubhala nezinto zokucoca kunyaka-mali ka-2016/17 ukwenzela izikolo eziphantsi kwesiqendu 21
Attachment(s): Annexures
0014 Timetable for the October-November 2016 National Senior Certificate Examination
Rooster en reëlings vir die Oktober - November 2016 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen
Ithayimthebhile namalungiselelo eemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-Oktobha-Novemba 2016
Attachment(s): 2016 November NSC Examination Timetable
0013 Timetable and arrangements for the May – July 2016 Senior Certificate Examination
Rooster en reëlings vir Mei - Julie 2016 Senior Sertifikaat-eksamen
Ithayimthebhile yokugqibela namalungiselelo eeMviwo zikaMeyi – Julayi 2016 yeSatifikethi seMatriki
Attachment(s): 2016 May - July SC Examination Timetable
0012 Publication of Amendments to the Personnel Administrative Measures (PAM)
Publisering van Wysigings aan die Personnel Administrative Measures (PAM)
Upapasho lweZilungiso kwimimiselo i-Personnel Administrative Measures (PAM)
Attachment(s): Government Gazette No. 39684
0011 Capturing of Term Performance and completion of per learner performance on CEMIS for 2016
Vaslegging van kwartaalprestasie en voltooiing van per leerderprestasie op die SOBIS vir 2016
Ukufakwa kweNdlela esiQhuba ngayo eZifundweni isikolo ngeKota nokuzaliswa kwedatha yendlela aqhuba ngayo umfundi ngamnye kwiCEMIS ngo-2016
Attachment(s): Annexure
0010 WCED circulars issued during 2015
WKOD-omsendbriewe wat in 2015 uitgereik is
IiSetyhula zeWCED ezikhutshwe ngo-2015
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0009 2016 South African Schools Choral Eisteddfod
2016 Suid-Afrikaanse Skoolkooreisteddfod
UMnyhadala woKhuphiswano lweeKwayala zeZikolo zaseMzantsi Afrika (South African Schools Choral Eisteddfod) ka-2016
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0008 Online system for Grade R to 9 workbooks for 2016
Aanlynstelsel vir graad R- tot 9-werkboeke vir 2016
Isistim esebenza ngekhompyutha yeencwadi zomsebenzi zamaBakala R – 9 ukulungiselela u-2016
0007 Compensation for school fee exemptions
Kompensasie vir die vrystelling van die betaling van skoolgeld
Imbuyiselo ngenxa yokuxolelwa ekuhlawuleni iifizi zesikolo
0006 Increase in the amounts payable for boarding, transport and private boarding bursaries, and personnel subsidies to hostels and schools
Verhoging in die bedrae betaalbaar vir verblyf-, vervoer-, en privaat losiesbeurse en personeelsubsidies aan koshuise en skole
Ukunyuswa kwezixa-mali ezihlawulelwa iibhasari zokubhoda ezihostele, ezothutho nezokubhoda kwiindawo zabucala, kunye neenkxaso-mali zabasebenzi ezihostele nasezikolweni
0005 Grade R subsidies and other ECD-related matters for 01 April 2016
Graad R-subsidies en ander VKO verwante sake vir 01 April 2016
Iinkxaso-mali zeBakala R neminye imiba enxulumene ne-ECD ukulungiselela owe-01 Apreli 2016
0004 Adjustment of housing allowance for employees in the Public Service who are Home-Owners
Aanpassing van huistoelaag vir werknemers in die staatsdiens wat huiseienaars is
Ukuhlenga-hlengiswa kwesibonelelo semali yezindlu kubaqeshwa abakwinkonzo karhulumente abangabaninindlu
0003 Delegation of powers in respect of the South African Schools Act, 1996 (Act 84 of 1996)
Delegasie van bevoegdhede ten opsigte van die Suid Afrikaanse Skolewet, 1996 (Wet 84 van 1996)
Ukugqithiselwa kwamagunya ngokumalunga noMthetho weZikolo zaseMzantsi Afrika, 1996 (uMthetho 84 ka-1996)
0002 Timetable and arrangements for the National Senior Certificate Supplementary examination: February – March 2016
Rooster en reëlings vir die Nasionale Senior Sertifikaat Aanvullende eksamen: Februarie - Maart 2016
Ithayimthebhile namalungiselelo eemviwo zokuxabangela zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-Februwari - Matshi 2016
0001 Western Cape Education Department Smoking Policy, 2015
Rookbeleid van die Wes-Kaap Onderwysdepartement, 2015
UMgaqo-nkqubo wezoKutshaya weSebe leMfundo leNtshona Koloni (Western Cape Education Department Smoking Policy), 2015