Minutes 2017 | Western Cape Education Department

Business Strategy & Stakeholder Management Minutes (DBS)

0001 School Improvement Plans and Monitoring
Skoolverbeteringsplanne en monitering
IziCwangciso zoPhuculo lweZikolo (School Improvement Plan (SIP)) neNkqubo yoKubeka eSweni uPhuculo lweZikolo (School Improvement Monitoring (SIM))
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo

Institutional Resource Support Minutes (DIR)

0008 International School Library Month — October 2017
Internasionale Skoolbiblioteekmaand — Oktober 2017
INyanga yeLayibrari yeSikolo kuMazwe ngaMazwe — ngo-Oktobha 2017
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0007 Online system for Grades R to 9 workbooks for 2018
Aanlynstelsel vir graad R-tot 9-werkboeke vir 2018
Isistim esebenza ngekhompyutha yeencwadi zomsebenzi zamaBakala R ukuya ku–9 ukulungiselela u-2018
0006 Celebrating National Book Week 2017 and International Literacy Day within the WCED
Viering van Nasionale Boekweek 2017 en Internasionale Geletterdheidsdag binne die WKOD
Ukubhiyozela iVeki yeeNcwadi kaZwelonke ka-2017 kunye noSuku loLwazi lokuFunda nokuBhala lwamaZwe ngamaZwe eWCED
0005 Quality verification of furniture delivered to schools by WCED contracted suppliers
Verifikasie van die kwaliteit van meubels wat deur gekontrakteerde verskaffers van die WKOD by skole afgelewer word
Ukuqinisekiswa umgangatho wefanitshala eziswe ezikolweni ngabathengisi ekungenwe kwikhontraki nabo yiWCED
0004 Applications for new learner transport services for 2018 (new services and additional learners)
Aansoeke om nuwe leerdervervoerdienste vir 2018 (nuwe dienste en addisionele leerders)
Izicelo zeenkonzo ezintsha zothutho lwabafundi ukulungiselela u-2018 (ezeenkonzo ezintsha nezabafundi abongezelelweyo)
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0003 Learner Transport Schemes – Confirmation of learner numbers when completing WCED-062 and WCED-063 forms
Leerdervervoerskemas – Bevestiging van die hoeveelheid leerders wanneer die WCED-062-vorm en WCED-063-vorm ingevul word
IZikim zoThutho lwaBafundi – Ukungqinisiswa kwamanani abafundi xa kuzaliswa iifom WCED-062 no-WCED-063 forms
0002 Confirmation of learners making use of WCED-funded learner transport
Bevestiging van leerders wat van WKOD-befondsde leerdervervoer gebruik maak
Ukungqinisiswa kwabafundi abasebenzisa iskim sothutho lwabafundi esixhaswa ngemali liSebe iWCED
0001 Celebrating South African Library Week 2017 within the WCED
Viering van Suid-Afrikaanse Biblioteekweek 2017 binne die WKOD
Ukubhiyozela iVeki yeLayibrari yaseMzantsi Afrika ngo-2017 kwiSebe iWCED

Knowledge, Information & Record Management Systems and ICT Minutes (DKM)

0005 Addendum to Knowledge and Information Management Minute 0003/2017: WCED Annual Survey for ordinary public and independent schools
Bylae by Kennis-en-inligtingsbestuursminuut: 0003/2017: WKOD se jaarlikse opname by gewone openbare en onafhanklike skole vir 2017
IsiHlomelo kwiNgcaciso eMfutshane yeCandelo loLawulo neNgcaciso 0003/2017: ISaveyi yaQho ngoNyaka yeWCED yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezikolo ezizimeleyo
0004 2017 WCED Annual Survey for public and independent early childhood development (ECD) centres
WKOD se Jaarlikse Opname vir openbare en onafhanklike vroeëkindontwikkeling-(VKO-) sentrums vir 2017
ISaveyi yaQho ngoNyaka yeWCED yamaziko karhulumente kunye nazimeleyo ophuhliso lwabantwana abaselula (ECD)
0003 2017 WCED Annual Survey for ordinary public and independent schools
WKOD se jaarlikse opname by gewone openbare en onafhanklike skole vir 2017
ISaveyi yaQho ngoNyaka yeWCED yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo neyezikolo ezizimeleyo ka-2017
0002 2017 WCED SNAP Survey for Special Needs Education (SNE) schools
2017 Kitsopname vir skole vir leerders met spesiale onderwysbehoeftes
ISaveyi yaQho ngoNyaka yeWCED yezikolo zemfundo eneemfuno ezizodwa ka-2017
0001 2017 SNAP Survey for ordinary public and independent schools, Language of Learning and Teaching and learner subject changes
2017 Kitsopname vir gewone openbare en onafhanklike skole, Taal van Leer en Onderrig en leerdervakveranderinge
ISaveyi eQuphayo ka-2017 yezikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezikolo ezizimeleyo, utshintsho kuLwimi lokuFunda nokuFundisa nakwizifundo ezenziwa ngabafundi

Research Minutes (DRS)

0001 Release of the 2016 WCED Systemic Test Results for Grades 3, 6 and 9
Vrystelling van die uitslae van die 2016 WKOD sistemiese toetse vir graad 3, 6 en 9
Ukukhutshwa kweziphumo zeeMvavanyo zeNkqubo yeMfundo yeSebe iWCED zamaBakala 3, 6 no-9 zango-2016

Branch: Curriculum and Assessment Management Minutes (B-CM)

0002 Die Burger Youth Leadership Conference: 08 to 14 December 2017
Die Burger Jeugleierskonferensie: 8 tot 14 Desember 2017
Inkomfa i-Die Burger Youth Leadership Conference eqala nge-8 ukuya kwi-14 Disemba 2017
Attachment(s): Nomination form
0001 DBE Circular S1 on the Guidelines to Strengthen CAPS Implementation, 2017
DBO Omsendbrief S1 (Guidelines to Strengthen CAPS Implementation, 2017)
ISetyhula S1 yeSebe iDBE engeSikhokelo soKomeleza uKuphunyezwa kweCAPS, 2017

Assessment Management Minutes (DAM)

0021 Re-marking, re-checking and viewing of answer scripts: 2017 National Senior Certificate, February/March 2018 Supplementary, Senior Certificate June 2018 and ABET Level 4 examinations
Hernasien, herkontrolering en besigtiging van antwoordstelle: 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen, 2018 Februarie/Maart Aanvullende Eksamen, 2018 Junie Senior Sertifikaat-eksamen en VBOO Vlak 4-eksamen
Ukumakishwa kwakhona, ukutshekishwa kwakhona nokubonwa kweencwadi zeempendulo: zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate) zango-2017, ezeemviwo zokuXabangela zangoFebruwari/Matshi 2018, ezeemviwo zeSatifikethi seMatriki (Senior Certificate) nezeeMviwo zeABET Level 4
0020 Compulsory presentation of identification documents on registration for the 2018 National Senior Certificate examinations
Verpligte aanbieding van identifikasiedokumente ten opsigte van die registrasie vir die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in 2018
Ukunikezwa okunyanzelekileyo kwamaxwebhu okuzazisa xa kubhaliselwa iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zika-2018
0019 Merging the National Senior Certificate supplementary examination with the June Senior Certificate examination
Samesmelting van die aanvullende Nasionale Senior Sertifikaat-eksamenmet die Junie Senior Sertifikaat-eksamen
Ukudityaniswa koviwo lokuxabangela lweSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate) noviwo lweSatifikethi seMatriki (Senior Certificate) lwangoJuni
0018 Monitoring and risk management for the National Senior Certificate, Adult Education and Training Level 4 and Senior Certificate examinations from October 2017 to July 2018
Moniterings- en risikobestuur vir die Nasionale Senior Sertifikaat-, Onderwys en Opleiding vir Volwassenes Vlak 4- en Senior Sertifikaat-eksamens vanaf Oktober 2017 tot Julie 2018
Ukubeka esweni nokulawulwa kweziphazamiso kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke nezeMfundo noQeqesho lwaBadala (Adult Education and Training Level 4) kwakunye nezeSatifikethi seMatriki ukususela ku-Oktobha 2017 ukuya kuJulayi 2018
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0017 Guidelines for the implementation of promotion and progression in Grade 10 to Grade 12, learner retention and Multiple Examination Opportunity (MEO) for progressed Grade 12 Learners
Riglyne vir die implementering van bevordering en vordering in graad 10 tot graad 12, leerderretensie en meervoudige eksamengeleentheid (MEG) vir bevorderde graad 12-leerders
Isikhokelo sokuphunyezwa kwenkqubo yokupasa nokudlulela kwibakala elilandelayo kwabafundikwiBakala 10 ukuya kwele-12, ukugcinwa komfundi kwibakala kunye neThuba loKuhlalela uViwo lweXesha eLingaphezu koNyaka (Multiple Examination Opportunity)(MEO) kwabafundi beBakala 12
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0016 Procedures and guidelines for the November 2017 National Senior Certificate final practical examinations for Computer Applications Technology (CAT) and Information Technology (IT)
Prosedures en riglyne vir die November 2017 Nasionale Senior Sertifikaat se finale praktiese eksamens vir Rekenaartoepassingstegnologie (RTT) en Inligtingstegnologie (IT)
Iinkqubo nesikhokelo seemviwo zepraktikhali zokugqibela ze-Computer Applications Technology (CAT) ne-Information Technology (IT) zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngoNovemba 2017
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0015 Writing of the Supplementary Common Assessment Task (CAT) for Grade 12 Life Orientation (LO) in 2017
Skryf van die Aanvullende Algemene Assesseringstaak (AAT) vir Lewensoriëntering (LO) vir graad 12 in 2017
Ukubhalwa koMsebenzi woVavanyo okuMgangatho ofanayowokuXabangela (Supplementary (Common Assessment Task) (CAT)) kwisifundo soLwazi ngezoBomi (Life Orientation) kwiBakala 12 ngo-2017
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0014 2017 Special condonation dispensation for learners in the Senior Phase
2017 Spesiale kondoneringstelsel vir leerders in die Senior Fase
Umnyinyiva wokunyuselwa kwabafundi kwiimeko ezizodwa ukulungiselela abafundi abakwiSigaba saBadala ngo-2017
Attachment(s): National Assessment Circular 1 of 2017
0013 Ways to minimise assessment irregularities during national examinations
Maniere waarop assesseringsonreëlmatighede tydens nasionale eksamens geminimaliseer kan word
Iindlela zokunciphisa izitenxo kwiimvavanyo ngethuba leemviwo zikazwelonke
Attachment(s): Annexure A | Bylae A | IsiHlomelo A
0012 November 2017 National Senior Certificate Examinations: Procedures and guidelines for the conduct of the final practical examination in Design and Visual Arts
November 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamens: Prosedures en riglyne vir die afneem van die finale praktiese eksamen in Ontwerp en Visuele Kunste
Uviwo lukaNovemba 2017 lweSatifikethi seMatriki sikaZwelonke: Inkqubo nesikhokelo sokuqhutywa koviwo lwepraktikhali lokugqibela kwizifundo ze-Design ne-Visual Arts
0011 Administration of the Common Assessment Task (CAT) for Grade 12 Life Orientation (LO) in 2017
Administrasie van die Algemene Assesseringstaak (AAT) vir graad 12 Lewensoriëntering (LO) in 2017
Ukulawulwa koMsebenzi woVavanyo okuMgangatho oFanayo (Common Assessment Task (CAT)) kwisifundo soLwazi ngezoBomi (Life Orientation (LO)) kwiBakala 12 ngo-2017
0010 Application for appointment as a marker for the National Senior Certificate examinations without competency tests
Aansoek om aanstelling as ʼn nasiener vir die Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen in die vakke sonder bevoegdheidstoetse
Ukwenza izicelo kwizithuba zokuqeshwa njengommakishi weSatifikethi seMatriki sikaZwelonke kwizifundo ezingakhatshwa ziimvavanyo zobuchule
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0009 Application for appointment as a marker for the National Senior Certificate examinations in the subjects with competency tests
Aansoek om aanstelling as ʼn nasiener vir die Nasionale Senior Sertifikaat eksamens in die vakke met bevoegdheidstoetse
Ukwenza izicelo kwizithuba zokuqeshwa njengommakishi kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke kwizifundo ezikhatshwa ziimvavanyo zobuchule
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0008 Application for positions of internal moderator, chief marker and marker for November 2017–June 2019 Adult Basic Education and Training (ABET) Level 4 Examinations
Aansoek om posisies as interne moderator, hoofnasiener, en nasiener vir die November 2017 tot Junie 2019 Volwassene Basiese Onderwys en Opleiding (VBOO) Vlak 4-eksamens
Ukufaka izicelo zezithuba zokuba yimodareyitha yangaphakathi, ummakishi oyintloko nommakishi weeMviwo ukususela ngoNovemba 2017 ukuya kuJuni 2019 zeMfundo noQeqesho lwaBadala (ABET) iNqanaba 4
Attachment(s): Annexures | Bylae
0007 Grade 11 Exemplar Question Papers and Exemplar Practical Assessment Tasks (PATs) for 2017: National Senior Certificate (NSC)
Graad 11-voorbeeldvraestelle en -voorbeeld- Praktiese Assesseringstake (PAT’s) vir 2017: Nasionale Senior Sertifikaat (NSS)
Amaphepha eMibuzo ayiMizekelo neMisebenzi ye-Practical Assessment Tasks (PATs) eyiMizekelo yeBakala 11 okulungiselela iSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) ngo-2017
0006 Management of assessment irregularities at district Level
Bestuur van assesseringsonreëlmatighede op distriksvlak
Ukulawulwa kwezitenxo zovavanyo kwinqanaba lesithili
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0005 Further guidelines on the management of assessment accommodations/concessions for learners who experience barriers to learning and assessment: Grades R–12 and for learners who request immigrant status for assessment purposes: Grades 4–12
Verdere riglyne oor die bestuur van assesseringsakkommodasies/konsessies vir leerders wat hindernisse ten opsigte van leer en assessering: graad R–12 ervaar en vir leerders wat immigrantstatus vir assesseringsdoeleindes: graad 4–12 versoek
Isikhokelo esongezelelweyo esingolawulo lweminyinyiva/lokuxolelwa kuvavanyo (assessment accommodations/concessions) ukulungiselela abafundi abanezithintelo ekufundeni nakuvavanyo kumaBakala R-12 nakubafundi abacela ukuqwalaselwa njengabemi bamanye amazwe ukwenzela iinjongo zovavanyo kumaBakala 4-12
0004 Examination Guidelines for Grade 12 National Senior Certificate (NSC) 2017 examinations
Eksamenriglyne vir 2017 graad 12 Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) eksamen
IZikhokelo zeeMviwo zeBakala 12 zeeMviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) zango-2017
0003 Practical Assessment Tasks for 2017 National Senior Certificate
Praktiese Assesseringstake vir die 2017 Nasionale Senior Sertifikaat
Imisebenzi yovavanyo lweeprakthikhali ka-2017 yesatifikethi sematriki sikazwelonke
0002 First drafts of timetables
Eerste konseproosters
Iidrafti zokuqala zezi thayimthebhile
Attachment(s): Oct-Nov 2017 NSC Exam Timetable - Draft | May-July 2017 SC Exam Timtable - Draft
0001 Re-marking, re-checking and viewing of scripts: 2016 National Senior Certificate, February/March 2017 Supplementary, Senior Certificate June 2017 and ABET Level 4 Examinations
Hernasien, herkontroleer en besigtiging van skrifte: 2016 Nasionale Senior Sertifikaat, Februarie/Maart 2017 Aanvullend, Senior Sertifikaat Junie 2017 en BOOV Vlak 4-eksamens
Iimviwo Zematriki (ngoNovember 2016) kunye neenviwo Zokuxabangela (ngoFebruwari –Matshi no Juni 2017): kwakunye neemviwo zika Abet Level 4: ukumakishwa kwakhona kwamaphepha eemuimo, ukutshekishwa kwakhona kwa nokubonwa kweencwadi zeempendulo
Attachment(s): Annexures | Bylae

Cape Teaching and Leadership Institute Minutes (CTLI)

0005 2018 Bursaries for Continuing Professional Development of in-service teachers
2018 Beurse vir Voortgesette Professionele Ontwikkeling van onderwysers in diens
IiBhasari zango-2018 ze-Continuing Professional Development zootitshala abasenkonzweni
Attachment(s): Annexures
0004 Teacher development courses, conferences and seminars to be offered at the Cape Teaching and Leadership Institute (CTLI) in 2018
Kursusse vir onderwyserontwikkeling, konferensies en seminare wat in 2018 deur die Kaapse Onderrig-en-Leierskapinstituut (KOLI) aangebied word
Iikhosi zophuhliso lootitshala, iinkomfa neesemina eziqhutyelwa e-Cape Teaching and Leadership Institute (CTLI) ngo-2018
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0003 2017 National Teaching Awards
2017 Nasionale Onderwystoekennings
AmaBhaso okuWonga ooTitshala kaZwelonke ka-2017
Attachment(s): NTA 2017 18th Edition Information Guide & Nomination Form
0002 Revised CTLI travel claims policy
Hersiene KOLI-beleid oor eise vir reis
Umgaqo-nkqubo ohlaziyiweyo wase-CTLI wamabango ohambo
Attachment(s): Affidavit
0001 Revised CTLI venue and accommodation reservation procedure
Hersiene KOLI-lokaal en prosedure vir die bespreking van verblyf
Inkqubo ehlaziyiweyo yokubhukishwa kwendawo kunye nendawo yokulala zeCTLI
Attachment(s): Reservation Form

Curriculum FET Minutes Minutes (DCF)

0022 2018 LOK Symposium for teachers of Afrikaans Home Language, First and Second Additional Language (Grade 10 to 12)
2018 LOK-simposium vir onderwysers van Afrikaans Huistaal, Eerste Addisionele Taal en Tweede Addisionele Taal (graad 10 tot 12)
ISimpoziyam ye-LOK ka-2018 yootitshala besi-Afrikansi uLwimi lweeNkobe nabesi-Afrikansi uLwimi lokuQala nolwimi lwesiBini oloNgezelelweyo (bamaBakala 10 –12)
Attachment(s): Annexures
0021 2018 De Beers English Olympiad Call for Entries
Uitnodiging om leerders vir die 2018 De Beers English Olympiad in te skryf
Kucelwa izikolo zibhalise abafundi kwi-DE Beers English Olympiad yango-2018
0020 Careers Matter Grades 10–12 (Mail and Guardian Supplement) and Grade 12 Revision Booklets
Careers Matter Grades 10–12 (Bylae tot die Mail and Guardian) en Hersieningboekies vir graad 12
Iphetshana i-Careers Matter Grades 10–12 (eliSisongezelelo (Supplement) se-Mail and Guardian) neeNcwadana ii-Revision Booklets zeBakala 12
0019 Resource pack for FET learners using Quick Response (QR) codes
Hulpbronpakket vir VOO-leerders wat van Vinnige Reaksie (VR) - kodes gebruik maak
Iphekhi yezibonelelo yabafundi beFET abasebenzisa iikhowudi ii-Quick Response (QR) codes
0018 Use of oral marks for both school-based assessments and examinations for Grades 10 to 12
Die gebruik van mondelinge punte vir beide skoolgebaseerde assesserings en eksamens vir graad 10 tot 12
Ukusetyenziswa kwamanqaku e-orali (oral marks) kwiimvavanyo eziqhubekela esikolweni nakwiimviwo zamaBakala 10 ukuya ku-12
0017 Errata for Afrikaans Home Language and First Additional Language Grade 12 poetry anthologies
Errata vir Afrikaans Huistaal en Eerste Addisionele Taal graad 12-digbundels
Iimpazamo kwiingqokelela yemibongo yeBakala 12 kwisi-Afrikansi uLwimi lweeNkobe nakwisi-Afrikansi uLwimi lokuQala oloNgezelelweyo
Attachment(s): Annexures
0016 Retention of language compensation until 2022
Terughou van taalkompensasie tot 2022
Ukugcinwa kwenkqubo yokunyinyisa yeelwimi kude kuyokuba ngo-2022
0015 Request for schools to commemorate Africa Day during the week of 22 to 26 May 2017
Versoek aan skole om Afrikadag gedurende die week van 22 tot 26 Mei 2017 te herdenk
Isicelo sokuba izikolo zikhumbule uSuku lweAfrika kwiveki yowama-22 ukuya kowama-27 Meyi 2017
Attachment(s): Africa Day 2017 | African Union Anthem
0014 Invitation to participate in the 2017 Heritage Competition
Uitnodiging om aan die 2017 Erfeniskompetisie deel te neem
Isicelo sokuthatha inxaxheba kukhuphiswano i-2017 Heritage Competition
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0013 Erratum in Circular E39 of 2016: Implementation of Grade 12 National Senior Certificate (NSC) literature setworks for all official languages in the October/November 2017 and February/March 2018 examinations
Drukfoutin Omsendbrief E39 van 2016: Implementering van die graad 12 Nasionale Senior Sertifikaat (NSS) se voorgeskrewe literatuurwerke vir alle amptelike tale in Oktober/November 2017 en Februarie/Maart 2018
Impazamo kwiSetyhula E39 ka-2016: Ukuqaliswa kosetyenziso loncwadi olumiselweyo lweSatifikethi seMatriki sikaZwelonke lweBakala 12 lwazo zonke iilwimi zaseburhulumenteni kwiimviwo zango-Oktobha/Novemba 2017 nezangoFebruwari/Matshi 2018
0012 List of poems for Grade 12 English Second Additional Language (SAL): October/November 2017 and February/March 2018 National Senior Certificate (NSC) examinations
Lys van Engels Tweede Addisionele Taal (ETA) -gedigte vir graad 12: Oktober/November 2017 en Februarie/Maart 2018 Nasionale Senior Sertifikaat (NSS)–eksamen
Ilisti yemibongo ye-Grade 12 English Second Additional Language (SAL): Iimviwo zango-Oktobha/Novemba 2017 nezangoFebruwari/Matshi 2018 zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke National Senior Certificate (NSC)
0011 Western Cape Bursary Competition for Grade 11 learners offering Economics, Accounting and Mathematics (2017–2018)
Wes-Kaapse Beurskompetisie vir graad 11-leerders wat Ekonomie, Rekeningkunde en Wiskunde neem (2017-2018)
Ukhuphiswano i-Western Cape Bursary Competition olwenzelwa abafundi beBakala 11 abenza i-Economics, i-Accounting neMathematics (2017-2018)
Attachment(s): Addendum | Bylae | IsiHlomelo
0010 Queen’s Commonwealth Essay Competition
Koningin se Statebond-opstelwedstryd
Ukhuphiswano ngezincoko i-Queen’s Commonwealth Essay Competition
0009 Addressing awareness of the critical water shortage in the province through subjects
Bewusmaking van die kritieke watertekort in die provinsie deur die kwessie in vakke aan te roer
Ukusebenzisa izifundo ukuqaqambisa ingxaki yokushota kwamanzi exhomisa amehlo kwiphondo
Attachment(s): Annexure
0008 Grade 12 History Examination Guidelines for 2017–2019: National Senior Certificate (NSC) examinations
Graad 12 Eksamenriglyne vir Geskiedenis vir 2017–2019: Nasionale Senior Sertifikaat-(NSS-) eksamen
ISikhokelo soviwo seHistory seBakala 12 sika-2017-2019: Iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC)
Attachment(s): Annexure | Bylae
0007 2017 SADC Essay Competition
Die 2017 SAOG-opstelkompetisie
UKhuphiswano ngeZincoko lweSADC luka-2017
0006 2017 LOK Symposium for teachers of Afrikaans Home Language, First and Second Additional Language (Grades 10 to 12)
2017 LOK-simposium vir onderwysers van Afrikaans Huistaal, Eerste Addisionele Taal en Tweede Addisionele Taal (graad 10 tot 12)
ISimpoziyam ye-LOK ka-2017 yootitshala besi-Afrikansi uLwimi lweeNkobe nabesi-Afrikansi uLwimi lokuQala nolwimi lwesiBini oloNgezelelweyo (bamaBakala 10 –12)
Attachment(s): Annexures | Bylae
0005 Support for FET learners during 2017 via telematics platform and live streaming
Ondersteuning vir VOO-leerders gedurende 2017 via telematiese platform en direkte stroomuitsending
Inkxaso kubafundi beFET ngethuba lokusetyenziswa kwezixhobo zethekhnoloji ukusasaza izifundongo-intanethi (telematics platform and live streaming)
Attachment(s): Annexure A | Annexure B
0004 Delivery of Tips for Success booklets to 2017 National Senior Certificate candidates
Aflewering van Wenke vir Sukses-boekies aan die 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-kandidate
Ukusiwa kweencwadana ethi, Tips For Success, yabafundi beSatifikethi seMatriki sikaZwelonke ngo-2017
0003 Curriculum and Assessment Policy Statement (CAPS) orientation and skills practical training for technical teachers during the March, June and September 2017 school holidays
Kurrikulum-en Assesseringsbeleidsverklaring (KABV) -oriëntering en praktiese vaardigheidsopleiding vir tegniese onderwysers tydens die Maart, Junie- en September 2017-skoolvakansie
Uqeqesho lokuxhotyiswa ngezakhono zeprakthikhali noqheliso lweeNkcazo yoMgaqo-nkqubo weKharityhulam noVavanyo (Curriculum and Assessment Policy Statement)(CAPS)) lutitshala bezifundo zobugcisa ngethuba leeholide zesikolo zangoMatshi, ngoJuni nangoSeptemba 2017
0002 Concession with regard to the implementation of technical subjects in Grade 11 in 2017 and Grade 12 in 2018
Konsessie met betrekking tot die implementering van tegniese vakke in graad 11 in 2017 en graad 12 in 2018
Umnyinyiva omalunga nokuphunyezwa kwezifundo zobugcisa (technical subjects) kwiBakala 11 ngo-2017 nakwiBakala 12 ngo-2018
0001 Implementation of Grade 12 National Senior Certificate (NSC) literature set-works for all official languages in the October/November 2017 and February/March 2018 examinations
Implementering van graad 12 Nasionale Senior Sertifikaat (NSS) voorgeskrewe letterkunde vir alle amptelike tale in die Oktober/November 2017 en Februarie/Maart 2018 eksamens
Ukuqaliswa kokufundwa koncwadi olumiselweyo lweSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate) (NSC)) seBakala 12 lwazo zonke iilwimi kwiimviwo zika-Oktobha/Novemba 2017 neemviwo zangoFebruwari/Matshi 2018
Attachment(s): Annexures

Curriculum GET Minutes (DCG)

0021 Grade 8 Diagnostic Assessment Tool for Language, Mathematics and Natural Sciences
Graad 8 Diagnostiese Assesseringsinstrument vir Taal, Wiskunde en Natuurwetenskappe
ISixhobo soVavanyo loLwazi loMfundi (Diagnostic Assessment Tool) ukulungiselela uLwimi, iMathematika ne-Natural Sciences kwiBakala 8
0020 Delivery of booklets – Transition from Grade 9 to Grade 10: Tips for Success
Aflewering van boekies – Oorgang van graad 9 tot graad 10: Wenke vir Sukses
Ukusiwa kweencwadana, Transition from Grade 9 to Grade 10: Tips for Success
0019 Maximum number of learners per Grade R class
Totale getal graad R-leerders in elke klas
Elona nani liphezulu labafundi kwiklasi yeBakala R nganye
Attachment(s): Circular 0010/2014
0018 Implementation of the Incremental Introduction of African Languages (IIAL) programme in 2018
Implementering van die inkrementele invoering van die Afrikatale (IIAL) -program in 2018
Iprogram yoKuqaliswa ngokuMana kuSongezwa ngokwamaBakala iiLwimi zesiNtu (Incremental Introduction of African Languages (IIAL)) ngo-2018
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0017 Final lists of prescribed and recommended books for Literature Study for Grades 7 –9 in 2018
Finale lys van voorgeskreweenaanbevole boeke vir Letterkundestudie in graad 7 tot 9 vir 2018
Uluhlu lweencwadi ezimiselweyo zokuFunda uNcwadi zamaBakala 7 – 9 ngo-2018
Attachment(s): Annexures
0016 Career Awareness Week 09 - 13 October 2017
Beroepsbewustheidsweek 9 - 13 Oktober 2017
IVeki yoKwazisa ngaMakhondo oMsebenzi: 9 – 13 Oktobha 2017
Attachment(s): Annexure A | Bylae A | IsiHlomelo A
0015 Early Grade Reading Assessment Programme in the Foundation Phase
Vroeëgraad-leesassessering (EGRA) (Early Grade Reading Assessment Programme) in die Grondslagfase
INkqubo yamaBakala aBasaqalayo yoVavanyo lokuFunda kwiSigaba seSiseko
0014 National Science Week in corporating Mathematics: 07–12 August 2017
Nasionale Wetenskapweek inkorporeer Wiskunde: 07 tot 12 Augustus 2017
IVeki yeSayensi kaZwelonke ebandakanya iMathematika: 07 - 12 Agasti 2017
0013 Africa Code Week “Train the Trainer” workshops for all Grades 3 to 10 teachers
Afrika-kodeweek “Train the Trainer”-werksessies vir alle onderwysers vir graad 3 tot 10
Oomasifundisane be-Africa Code Week “Train the Trainer” babo bonke ootitshala bamaBakala 3 ukuya ku-10
0012 Incremental Introduction of African Languages (IIAL) in 2018
Inkrementele Invoering van Afrikatale (IIAL) in 2018
Ukuqaliswa ngeZigaba kweeLwimi zesiNtu (Incremental Introduction of African Languages) (IIAL) ngo-2018
Attachment(s): Annexure A
0011 The South African National Curriculum Framework for children from Birth to Four: Training for pre-Grade R Practitioners and ECD Centre Principals
Die Suid-Afrikaanse Nasionale Kurrikulumraamwerk vir kinders vanaf Geboorte tot Vier: Opleiding vir voorgraad R-praktisyns en VKO-sentrumprinsipale
Umgaqo-sikhokelo weKharityhulam i-South African National Curriculum Framework for children from Birth to Four: Uqeqesho lweePraktishina zeBakala eliphambi kweBakala R (pre-Grade R Practitioners) nolweeNqununu zamaZiko e-ECD
Attachment(s): Annexure
0010 Notice of Basic Economics teacher professional development workshop for Grades 7 to 9 EMS teachers
Kennisgewing van Professionele Ontwikkelingswerksessie van Basiese Ekonomie vir graad 7- tot 9 -EBW-onderwysers
Isaziso ngomasifundisane woqeqesho lophuhliso lootitshala we-Basic Economics kwi-EMS kumaBakala 7 ukuya ku-9
Attachment(s): Annexures | Bylae | IsiHlomelo
0009 AstroQuiz 2017 — Grade 7 learners
AstroQuiz 2017 – Graad 7-leerders
I-AstroQuiz 2017 — yaBafundi beBakala 7
0008 Notice of Natural Sciences and Technology training for Grade 6 teachers
Kennisgewing van Natuurwetenskappe- en -Tegnologie-opleiding vir graad 6-onderwysers
Isaziso ngoqeqesho lootitshala beBakala 6 be-Natural Sciences ne-Technology
Attachment(s): Annexures | Bylae
0007 Notice of Life Orientation training for Grades 8 and 9 teachers
Kennisgewing van Lewensoriënteringopleiding vir graad 8-en 9-onderwysers
Isaziso ngoqeqesho lootitshala bamaBakala 8 no-9 be-Life Orientation
Attachment(s): Annexures | Bylae
0006 Call to schools to register for the 2017 Nkosi Albert Luthuli Young Historians’ Awards
Beroep op skole om vir die 2017 Nkosi Albert Luthuli-toekennings vir Jong Geskiedkundiges te registreer
Isicelo sokuba izikolo mazibhalisele iBhaso lokuWonga eliyi-Albert Luthuli Young Historians’ Award lango-2017
Attachment(s): Annexures | Bylae
0005 Notice of Mathematics and Language Training for Grade 7 teachers
Kennisgewing van Wiskunde- en Taalopleiding vir graad 7-onderwysers
Isaziso soqeqesho sootitshala beMathematika neeLwimi beBakala 7
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0004 Management of Grade R subsidies – Memorandum of Agreement between the WCED, governing bodies and Grade R teachers/practitioners
Bestuur van Graad R-subsidies – ooreenkoms tussen die WKOD, beheerliggame en Graad R-onderwysers/-praktisyns
Ukulawulwa kweenkxaso-mali zeBakala R – UXwebhu lweMigaqo yeMvumelwano (Memorandum of Agreement) phakathi kweSebe iWCED, amabhunga olawulo nootitshala/neepraktishina zeBakala R
0003 Call to schools to register for 2017 Grade 6 Multilingual Creative Writing competition
Beroep op skole om vir die 2017 Graad 6 Veeltalige Skeppende Skryfwerk-kompetisie te registreer
Kucelwa izikolo zibhalisele uKhuphiswano lokuBhala ngoBuchule kusetyenziswa iiLwimi eziNinzi (Multilingual Creative Writing Competition) kwiBakala 6 ngo-2017
Attachment(s): Annexure
0002 Incremental Introduction of African Languages (IIAL) in 2017
Inkrementele bekendstelling van Afrikatale (IIAL) in 2017
Ukuqaliswa ngeZigaba kweeLwimi zesiNtu (Incremental Introduction of African Languages (IIAL)) ngo-2017
Attachment(s): Annexure
0001 Call to register Grades 4–9 learners for the 2017 Natural Science Olympiad
Uitnodiging om graad 4 tot 9 leerders vir die 2017 Natuurwetenskap-olimpiade te registreer
Isicelo sokubhalisa abafundi bamaBakala 4–9 kwi-Natural Science Olympiad ka-2017
Attachment(s): Annexure

eLearning Minutes (DEL)

0003 Digital resources on the WCED ePortal
Digitale hulpbronne op die “WCED ePortal”
Izibonelelo ii-Digital resources kwiziko lewebhu leSebe iWCED (WCED ePortal)
0002 Educational software survey within ordinary public and special schools
Opname oor opvoedkundige sagteware onder gewone openbare en spesiale skole
Isaveyi ye-software yezemfundo ngaphakathi kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nakwizikolo zemfundo eneemfuno ezizodwa

Examinations Administration Minutes (DEA)

0009 Announcement of the 2017 National Senior Certificate (NSC) examination results
Bekendmaking van die 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamenuitslae
Ukwaziswa kweziphumo zeemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zango-2017
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo
0007 Registration of candidates for the November 2017 AET Level 4 examinations with a view of obtaining a General Education and Training Certificate
Registrasie van kandidate vir die November 2017 OOV Vlak 4-eksamens met die oog op die verkryging van ʼn Algemene Onderwysen Opleiding-sertifikaat
Ubhaliso lwabafundi loviwo lwangoNovemba 2017 ze-AET Level 4 ngenjongo yokufumana i-General Education and Training Certificate
Attachment(s): Annexures
0006 November 2017 National Senior Certificate examinations: Completion of School-Based Assessment (SBA), Practical Assessment Tasks (PAT) and Language Oral mark sheets
November 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-eksamen: Voltooiing van Skoolgebaseerde Assessering (SGA), Praktiese Assesseringstake (PAT) en Taalmondelingpuntestate
IiMviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zangoNovemba 2017: Ukuzaliswa kweemakhishithi ze-School-Based Assessment (SBA), ze-Practical Assessment Tasks (PAT) neze-Language Oral
Attachment(s): Annexure A
0005 Compulsory training for all principals, chief invigilators, senior invigilators and district officials involved in the conduct, administration and management of the NSC, SC and AET Level4 examinations in 2017/18
Verpligte opleiding vir alle prinsipale, hoofopsieners, senior opsieners en distriksbeamptes wat in 2017/18 by die afneem, administrasie en bestuur van die NSS-, SS- en OOV Vlak 4-eksamens betrokke is
Uqeqesho olunyanzelekileyo lwazo zonke iinqununu, abagadi babaviwa abaziintloko (chief invigilators), abagadi babaviwa abaneqhuzu (senior invigilators) namagosa ezithili abathatha inxaxheba ekuqhubeni, ekulawuleni nasekuphatheni iimviwo zeNSC, zeSC neze-AET Level 4 ngo-2017/18
Attachment(s): Annexure A
0004 Verification of learner registration information on the CentralEducation Management Information System (CEMIS) for National Senior Certificate (NSC) learners: Grades 10 to 12
Verifikasie van leerderregistrasie-inligting op die Sentrale Onderwysbestuurs-inligtingstelsels (SOBIS) vir Nasionale Senior Sertifikaat- (NSS-) leerders: graad 10 tot 12
Ukungqinisiswa (verification) kwengcaciso yabafundi kwi-Centralised Education Management Information System (CEMIS) ukulungiselela abafundi beSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) bamaBakala 10 –12
Attachment(s): Annexure A | Bylae A
0003 Appointment of invigilators for the November 2017 National Senior Certificate (NSC), March 2018 NSC supplementary, 2018 Senior Certificate (SC) and Adult Education and Training (AET) Level 4 examinations
Aanstelling van opsieners vir die November 2017 Nasionale Senior Sertifikaat-(NSS), Maart 2018 NSS-aanvullende eksamen, die 2018 Senior Sertifikaat-(SS) en Onderwys en Opleiding vir Volwassenes (OOV) Vlak 4-eksamen
Ukuqeshwa kwabagadi babaviwa kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC) zangoNovemba 2017, kwiimviwo zokuxabangela zeNSC zangoMatshi 2018, kwiimviwo zeSatifikethi seMatriki (SC) nakwiimviwo ze-Adult Education and Training (AET) Level 4 zango-2018
Attachment(s): Annexures | Bylae
0002 Public and independent school visits 2017
Openbare en onafhanklike skoolbesoeke vir 2017
Ukutyelelwa lwezikolo zikarhulumente nezikolo ezizimeleyo ngo-2017
0001 New courier service provider for examinations – CourierIT
Nuwe koerierdiensverskaffer vir eksamens – CourierIT
Umboneleli-nkonzo zekhuriya omtsha wezeemviwo – CourierIT SA

Inclusive Education and Special Programmes Minutes (HIS)

0001 Dealing with allergies in schools
Die hantering van allergieë in skole
Ukujongana nezigulo zee-aleji (allergies) ezikolweni

Institution Development and Coordination Minutes (IDC)

0001 School attendance by Grades 4 to 11 learners during and after the 2017 June and November examinations
Skoolbywoning van graad 4- tot 11-leerders gedurende en na die 2017 Junie-en November-eksamen
Ukuhanjwa kwesikolo ngabafundi bamaBakala 4 – 11 ngethuba nasemva kweemviwo zikaJuni nezikaNovemba 2017

Institutional Management and Governance Planning Minutes (IMGP)

0006

School terms and public holidays for 2019 (inland and coastal provinces)
Skoolkwartale en openbare vakansiedae vir 2019 (binnelandse en kusprovinsies)
IiKota zeSikolo neeholide zikawonke-wonke zango-2019 (zamaphondo akude nonxweme namaphondo akufutshane nonxweme)

0005

Election of representative councils of learners for 2018
Verkiesing van verteenwoordigende rade van leerders vir 2018
Ukunyulwa kwamabhunga amele abafundi ukulungiselela u-2018
Attachment(s): A Bill of Responsibilities for the youth of South Africa

0004

Request for nominations for the Junior City Council
Versoek om benoemings vir die Junior Stadsraad
Isicelo sokutyunjwa kwamagama kweBhunga leSixeko laBantwana beSikolo
Attachment(s): Nomination for Junior City Council

0003

2017 Female Principals Conference
Konferensie vir Vroulike Prinsipale in 2017
INkomfa yeeNqununu ezingooMama yango-2017
Attachment(s): Female Principal Conference 2017

0002

School terms and public holidays for 2018 (inland andcoastal provinces)
Skoolkwartale en openbare vakansiedae vir 2018 (binnelandse en kusprovinsies)
IiKota zeSikolo neeholide zikawonke-wonke zango-2018 (zamaphondo akude nonxweme namaphondo akufutshane nonxweme)

0001

2017 South African Schools Choral Eisteddfod
2017 Suid-Afrikaanse Skoolkooreisteddfod
UMnyhadala woKhuphiswano lweeKwayala zeZikolo zaseMzantsi Afrika (South African Schools Choral Eisteddfod) ka-2017
Attachment(s): Annexure | Bylae | IsiHlomelo

Specialised Education Support (DSE)

0001 Reporting of suspected measles cases at schools
Rapportering van vermoedelike maselgevalle by skole
Ukunika ingxelo ngabantu ekurhaneleka ukuba banemasisi ezikolweni

Financial Accounting Minutes (DFA)

0005 Income Tax Certificates (IRP 5/IT 3(a))
Inkomstebelastingsertifikate (IRP 5/IT 3(a))
IZatifikethi zeRhafu yeNgeniso ii-Income Tax Certificates (IRP 5/IT 3(a))
0004 Introduction of the Supplier Invoice Tracking System (SITS)
Bekendstelling van die Supplier Invoice Tracking System (SITS)
Ukuqaliswa kosetyenziso lwesistim yentlawulo ngekhompyutha i-Supplier Invoice Tracking System (SITS)
0002 Payroll certification and control
Betaalstaatsertifisering en -beheer
Ukungqinwa nokulawulwa kweepheyiroli
0001 Basic Accounting System (BAS) – Closing procedures for the 2016/17 Financial Year
Basiese Rekeningkundige Stelsel (BRS) – Sluitingsprosedures vir die 2016/17-boekjaar
INkqubo yoLawulo lweMicimbi yezeMali (inkqubo yeBAS) - Iinkqubo zokuvala zoNyaka-mali ka-2016/17

Management Accounting Minutes (DMA)

0002 Adjustments to the Standard Chart of Accounts (SCOA) version 5
Wysigings aan die standaard tabel van rekeninge (SCOA) weergawe 5
Utshintsho pha naphayakwi-Standard Chart of Accounts (SCOA) Version 5
0001 Grade R subsidy process from 01 April 2017
Graad R-subsidieproses vanaf 01 April 2017
Inkqubo yenkxaso-mali yeBakala R ukususela nge-01 Apreli 2017
Attachment(s): Grade R Subsidy Claim Application System User Manual

Procurement Management Minutes (DPM)

0001 Western Cape Education Department (WCED) Bid Committee meeting dates for 2018
Vergaderdatums vir 2018 van die Bodkomitee van die Wes-Kaap Onderwysdepartement (WKOD)
Imihla yeentlanganiso zeKomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso yeSebe leMfundo leNtshona Koloni.(WCED) ngo-2018

Recruitment and Selection Minutes (RSC)

0001 Issuing of the 2018 Vacancy Rosters
Uitreiking van die 2018 Vakatureroosters
Ukukhutshwa kweeRosta zeZithuba zango-2018
Attachment(s): Annexures

Strategic People Management Minutes (HRM)

0007 Employee Health and Wellness Day and HIV counselling and testing at the WCED Head Office
Werknemerwelstand en Gesondheidsdag asook MIV berading en toetsing by die WKOD Hoofkantoor
USuku lweMpilo Qete yaBasebenzi kwakunye nokuHlolelwa i-HIV uNikwe neNgcebiso kwaNdlunkulu
0006 Designated employees to disclose their financial interests
Aangewese werknemers moet hul finansiële belange openbaar
Abaqeshwa abatyunjiweyo mabakuxele ukuchaphazeleka kwabo kwimicimbi yezemali
0005 Part-time study bursary scheme for public service employees (2018 academic year)
Beursskema vir deeltydse studie vir staatsdienswerknemers (2018 akademiese jaar)
Iskim seebhasari zokufunda ngokungesosigxina sabaqeshwa benkonzo karhulumente (kunyaka wokufunda ka-2018)
0004 Agreement on Recognition of Improved Qualifications for employees appointed in terms of the Public Service Act
Erkenningsooreenkoms ten opsigte van verbeterde kwalifikasies vir werknemers wat ingevolge die Staatsdienswet aangestel is
Imvumelwano malunga noKuqatshelwa kokuPhuculwa koMgangatho waMabanga eMfundo ngabaqeshwa abaqeshwe ngokoMthetho weNkonzo kaRhulumente
0003 District-based Funza Lushaka Bursaries for students in the Western Cape Province for 2018
Distriksgebaseerde Funza Lushaka-beurse vir studente in die Wes-Kaap Provinsie vir 2018
IiBhasari zeFunza Lushaka ezifumaneka ngokwezithili ukwenzela abafundi abakwiPhondo leNtshona Koloni zango-2018
0002 Importance of sound performance management
Belangrikheid van behoorlike prestasiebestuur
Ukubaluleka kolawulo lwentsebenzo esemgangathweni
0001 The importance of educators and public servants applying for permission to perform remunerative work outside the public service and conducting business with an organ of state
Die belangrikheid van opvoeders en staatsamptenare wat om toestemming aansoek doen om besoldigde werk buite die staatsdiens te verrig en besigheid met ʼn staatsinstellingte doen
Ukubaluleka kokuba ootitshala nabasebenzi benkonzo karhulumente benze isicelo sokwenza umsebenzi ohlawulelwayo (remunerative work) owenziwa ngaphandle kwenkonzo karhulumente nokuqhuba ushishino nequmrhu likarhulumente (organ of state)