INGCACISO EMFUTSHANE: | DLS/0008/2007 |
IYA: | KUNOBHALA WECANDELO LOLAWULO KWI-OFISI YOMPHATHISWA, KWISEKELA-MLAWULI KWI-OFISI YENTSUMPA-JIKELELE, KUMASEKELA-BALAWULI JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO NAKUBAWULI |
| UKUHLAZIYWA KWEMIRHUMO YAMAPHEPHANDABA |
1. |
Imirhumo yamaphephandaba iza kuphelelwa kungekudala kwaye mayihlaziywe.
|
2. |
Nceda ungenise iphephandaba (amaphephandaba) olikhethayo kwifom yerikhwizishini u-VA 2 ungagqithanga umhla we-15 Matshi 2007 kuMnu Africa, Room 603 in Grand Central Towers.
|
3. |
Umgaqo-nkqubo omalunga nesibonelelo samaphephandaba umi ngolu hlobo lulandelayo:
IGOSA ELISESIKHUNDLENI | IINDIDI ONOKUKHETHA KUZO |
UMphathiswa | Amaphephandaba awathandayo |
INtsumpa-Jikelele | Amaphephandaba awathandayo |
AmaSekela-Balawuli Jikelele | Bangakhetha amaphephandaba ama-2 (aphuma ngeentsuku zeveki) |
ABawuli abaziiNtloko | Amaphephandaba awathandayo |
UMlawuli: wezoNxibelelwano | Bakhetha iphephandaba eli-1 (eliphuma ngeentsuku zeveki) |
|
4. |
Izicelo ezimalunga nokuziswa kwamaphephandaba, o.k.t. ukuba ngaba ufuna iphephandaba (amaphephandaba) liziswe kwindawo okuhlala kuyo, okanye naziphi na iinguqulelo okanye izinto ongazifuniyo, zingaboniswa kwifom yerikhwizishini u-VA 2.
|
5. |
Iya kuthakazelelwa intsebenziswano yenu.
|
ISAYINWE: NGU-W.L. CARELSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:03:05
Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Safe Schools: 0800 45 46 47 CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22
|