Books 24x7 On-demand | Western Cape Education Department

Books 24x7 On-demand

Ubusazi na ukuba ungafaka ivenkile ethengisa iincwadi kwi-laptop yakho?

KwiSebe i-WCED, sikuxabisile ukufunda okuqhubekayo nophuhliso lwezakhono zabo bonke abasebenzi bethu. Kungenxa yoko iLayibrari u-EDULIS kunye namaZiko angooVimba eZithili ebonelela nge-Books24x7 On-Demand kubaxhasi bawo.

Nge-Books24x7 unokufuna, ukhangele kwaye ufunde ikhontenti equlathwe ngamawaka-waka eencwadi ezifumaneka ekhompyutheni ukufumana impendulo ekhawulezileyo kumbuzo othile okanye ukusombulula ingxaki ngoko nangoko!

  • Project Management
  • Finance & Accounting
  • Leadership
  • Time management
  • Communication
  • Employee training and development
  • Sustainability
  • Team skills
  • Business skills
  • Human resources

Ungafikelela kuyo yonke le khontenti usemsebenzini okanye usekhaya nge-Intanethi. Ungafaka iincwadi kwishelufa yakho yeencwadi esekhompyutheni, uzenzele uphawu lokukhawuleza uqaphele iincwadi zakho eziphambili ekhompyutheni (bookmark), kwaye ninikane iilinki zekhontenti noogxa bakho beSebe iWCED, ukuba nabo babhaliswe njengabasebenzisi be-Books24x7.

Funda ezi zihlomelo:

ILayibrari u-EDULIS
Ifoni: 021 957 9618
Imeyli: edulis@westerncape.gov.za
I-website: http://edulis.pgwc.gov.za/index.php/edulis