Byela emva     Close this Minute     Maak omsendbrief toe

ISALANTHISO:  20180518-2214
3/3/2/2/1
IMIBUZO:   KwiZiko leeFoni    IFONI:   021 467 2539  IFEKSI:   021 467 2760

INGCACISO EMFUTSHANE YECANDELO LOKUGAYA NOKUKHETHA ABASEBENZI:  0004/2018


IYA:   

KUMASEKELA BALAWULI-JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI, KUBAPHATHI BEESEKETHE, KWIINTLOKO ZAWO ONKE AMAZIKO EMFUNDO NAKOOSIHLALO BAMABHUNGA OLAWULO


 

ISIKHOKELO SOKUGAYA NOKUKHETHA ABASEBENZI SOOTITSHALA ABAKUMAZIKO


1. Ukungqinelana nombono weSebe ekuziseni imfundo esemgangathweni, iSebe leMfundo leNtshona Koloni (iWCED) libonisene neCandelo leeNkonzo zoMthetho (Directorate: Legal Services) kwiSebe leNkulumbuso ukuba malidrafte isikhokelo i-Practical Guide to the Recruitment and Selection of Educators.
2. Esi sikhokelo sisebenzisekayo siya kunceda bonke abathathi-nxaxheba abachaphazelekayo ekugayweni, ekukhethweni nasekuqeshweni kootitshala abakumaziko.
3. Fumana apha kuqhotyoshelwe esi sikhokelo njengesiHlomelo A.
4. Kucelwa wazise le ngcaciso ibaluleke kangaka kubo bonke abathathi-nxaxheba abachaphazelekayo ukuze bayithathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-L ELY
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WEENKONZO ZEZIKO
UMHLA: 2018:06:19


Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000
Nceda ubhale iinombolo zesalathiso kuyo yonke imbalelwano
Employment and salary queries: 0861 92 33 22
Safe Schools: 0800 45 46 47


La maxwebhu alandelayo abhekisele kule kwingcaciso.
Sebenzisa i-Adobe Acrobat ReaderĀ® ukuwafunda okanye ukuwaprinta.
Klikha kwisihloko esingezantsi:  uxwebu luya kuvula i-Acrobat ReaderĀ® apho unokugcina okanye uprinte ikopi.
Ukubuyela kule kwingcaciso, klikha kwi logo ye-WCED Online ephezulu kwesi sikrini.
"IsiHlomelo A"  (ubukhulu: 1 237 KB)
Byela emva     Close this Minute     Maak omsendbrief toe