Byela emva     Close this Minute     Maak omsendbrief toe

ISALANTHISO:  20180412 -1141
11/1/2/2/3
IMIBUZO:   JT Solomons    IFONI:   021 467 2818  IFEKSI:   021 467 2996

INGCACISO EMFUTSHANE YECANDELO LOLAWULO LOKUTHENGWA KWEEMPAHLA NEENKONZO:  0001/2018


IYA:   

KWINTSUMPA-JIKELELE, KUMASEKELA BALAWULI-JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI, KUMASEKELA BALAWULI NAKUMAGOSA OQHAGAMSHELWANO LWABATHENGI NABATHENGISI


 

IMIHLA YEENTLANGANISO ZEKOMITI YOKHUPHISWANO NGAMAXABISO YESEBE LEMFUNDO LENTSHONA KOLONI.(WCED) NGO-2018


1. Ikomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso yeSebe iWCED (WCED’s Bid Committee) iya kuhlangana ngale mihla ilandelayo ngo-2018:

INYANGA USUKU
Meyi 2018 ULwesithathu we-02
ULwesithathu we-16
Ulwesithathu we-30
Juni 2018 ULwesithathu we-13
ULwesithathu we-27
Julayi 2018 ULwesithathu we-11
ULwesithathu we-25
Agasti 2018 ULwesithathu we-08
ULwesithathu we-22
 
INYANGA USUKU
Septemba 2018 ULwesithathu we-05
ULwesithathu we-19
Oktobha 2018 ULwesithathu we-10
ULwesithathu we-24
Novemba 2018 ULwesithathu we-07
ULwesithathu we-21
Disemba 2018 ULwesithathu we-05
2. Kucelwa wazise okukule ngcaciso imfutshane bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-LJ ELY
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WENKONZO ZOLUNTU
UMHLA: 2018:05:02


Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000
Nceda ubhale iinombolo zesalathiso kuyo yonke imbalelwano
Employment and salary queries: 0861 92 33 22
Safe Schools: 0800 45 46 47

Byela emva     Close this Minute     Maak omsendbrief toe