IMibuzo: B Loriston
IFoni: 021 467 9321
IFeksi: 021 467 9325
ISalanthiso: 17/1
200703090-0054

Wes-Kaap Onderwysdepartement
Western Cape Education Department
ISebe IeMfundo IeNtshona Koloni

INGCACISO EMFUTSHANE:  

DQA/0004/2007


IYA:   

KWICANDELO LEENKONZO ZENKXASO ENIKWA ABEMFUNDO ENEEMFUNO EZIZODWA, KUBALAWULI BEE-EMDC, KUBAPHATHI BEESEKETHE ABAKHULU, KUBAPHATHI BEESEKETHE NAKWIINQUNUNU ZAMAZIKO ANEESAYIKHOLOJISTI KUNYE NEETHERAPHISTI


 

I-IQMS 2007: IIMVAVANYO EZANDLALELAYO ZABAQALA NGQA UKUSEBENZISA LE NKQUBO - IISAYIKHOLOJISTI NEETHERAPHISTI EZIKUMAZIKO EMFUNDO


1. Le ngcaciso emfutshane ibhekiselele kwiimvavanyo ezandlalelayo zeesayikholojisti neetheraphisti ezisandula ukugqiba ukufunda, eziqeshwa okokuqala ngqa kwisebe lemfundo, nezo zakhe zalishiya eli sebe zaza zaphinda zabuya okanye eziqeshwe okwethutyana.
2. Kufanele ukuba ziyagqitywa ngoku iimvavanyo ezandlalelayo zazo zonke iitheraphisti neesayikholojisti ezikumaziko emfundo eziqale ngo-2007 ukwenza le iNkqubo yoLawulo lwemiGangatho eBanzi (Integrated Quality Management System (IQMS).
3. Amanqaku elowo nalowo mntu kwezi sayikholojisti neetheraphisti ezilolu hlobo makarekhodwe Kuxwebhu Lwamanqaku Ovavanyo Oluquphayo Otitshala Ngamnye (Ifom QA5i).
4. Makuzaliswe kwakhona i-Summary Composite Score Sheet eqhotyoshelweyo (Ifom QA7i).
5. La maxwebhu makangeniswe kumququzeleli we-IQMS kwi-EMDC ziinqununu zamaziko achaphazelekayo phambi okanye ngoLwesihlanu, we-20 Apreli 2007.
6. Enkosi ngentsebenziswano yakho.


ISAYINWE: NGU-S. GALANT
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:03:28


Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000
Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano
Safe Schools: 0800 45 46 47
CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22

La maxwebhu alandelayo abhekisele kule kwingcaciso.
Sebenzisa i-Adobe Acrobat ReaderĀ® ukuwafunda okanye ukuwaprinta.
Klikha kwisihloko esingezantsi:  uxwebu luya kuvula i-Acrobat ReaderĀ® apho unokugcina okanye uprinte ikopi.
Ukubuyela kule kwingcaciso, klikha kwi logo ye-WCED Online ephezulu kwesi sikrini.
i-Summary Composite Score Sheet  (ubukhulu: 13 KB)