IMibuzo: AD Houtzamer
IFoni: 021 467 2442
IFeksi: 021 467 2996
ISalanthiso: 6/3/2/4
20061221-0006

Wes-Kaap Onderwysdepartement
Western Cape Education Department
ISebe IeMfundo IeNtshona Koloni

INGCACISO EMFUTSHANE:  

DPP/0001/2007


IYA:   

KUMASEKELA BALAWULI-JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO NAKUBALAWULI (KWANDLUNKULU NAKWII-EMDC)


 

UGAYO NOKHETHO LWABASEBENZI: IPROGRAM YOPAPASHO LWEZITHUBA NGOKUMALUNGA NABASEBENZI BENKONZO KARHULUMENTE NGO-2007


1. Esi sicwangciso siqhotyoshelweyo sinika inkcazo yenkqubo yopapasho nozaliso lwezithuba ezingenabantu esezabelwe imali (vacant funded posts) ezikwinani lezithuba zeziko ezivunyiweyo (approved establishment) zakwaNdlunkulu we-WCED nakwii-EMDC ngo-2007.
2. Izicelo zokupapashwa kwezithuba ezifike emva komhla osikiweyo ziya kupapashwa kwibhulethini elandelayo eya kubakho. Ibhulethini yesikhawu (special bulletin) iya kupapashwa kuphela ngemvume yoMlawuli wezoLawulo lwaBasebenzi (beNkonzo kaRhulumente) (Director: Personnel Management) (Public Service Staff).
3. Uyacelwa ukuba wazise zonke iisuphavayiza eziphantsi kolawulo lwakho ngesi sicwangciso siqhotyoshelweyo.


ISAYINWE: NGU-J.H. HURTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:02:13


Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000
Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano
Safe Schools: 0800 45 46 47
CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22

La maxwebhu alandelayo abhekisele kule kwingcaciso.
Sebenzisa i-Adobe Acrobat Reader® ukuwafunda okanye ukuwaprinta.
Klikha kwisihloko esingezantsi:  uxwebu luya kuvula i-Acrobat Reader® apho unokugcina okanye uprinte ikopi.
Ukubuyela kule kwingcaciso, klikha kwi logo ye-WCED Online ephezulu kwesi sikrini.
Schedule  (ubukhulu: 18 KB)