INGCACISO EMFUTSHANE: | DLS/0010/2007 |
IYA: | KUBO BONKE ABASEBENZI BAKWANDLUNKULU |
| ISISTIM YOKULANDELELA IIFAYILI I-JTRACK SYSTEM (JTS) YESEBE I-WCED |
1. |
Nanazisiwe nge-imeyili yomhla we 10 Matshi 2007 ngale sistim echazwe apha ngentla, nesebenza ngokupheleleyo ngoku.
|
2. |
Ukuze kuqinisekiswe ukuba le sistim isetyenziselwa injongo eyenzelwe yona, mayilandelelwe ngenyameko le miyalelo eqhotyoshelweyo (IsiHlomelo A).
|
3. |
TNayiphi na imibuzo malunga nokukule ngcaciso emfutshane ingabhekiswa komnye waba bantu balandelayo:
Nks M Fick - inombolo yefoni: 021 467 2758
Nks C Curie - inombolo yefoni: 021 467 2757
|
4. |
Kucelwa wazise okukule ngcaciso emfutshane bonke abachaphazelekayo.
|
5. |
Iya kuthakazelelwa intsebenziswano yenu malunga noku.
|
ISAYINWE: NGU-W.L. CARELSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:03:23
Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Safe Schools: 0800 45 46 47 CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22
|