Okwenziwayo | Uluhlu lwezithuba |
| Uluhlu lwezithuba 1/2008 | Uluhlu lwezithuba 2/2008 |
IZithuba zeNqanaba 1 nezonyuselo-sikhundleni (kubandakanywa nezithuba zeenqununu) | IZithuba zeNqanaba 1 nezonyuselo-sikhundleni (kubandakanywa nezithuba zeenqununu) |
ISebe i-WCED liza kuvulela amaziko emfundo nabaphathi beesekethe uluhlu lwezithuba zengqesho kwikhompyutha ngalo mhla | 14 Januwari 2008 | 26 Juni 2008 |
Iinqununu mazifake kwikhompyutha izithuba zengqesho kwiziko lewebhu UMHLA WOKUVALA: |
25 Januwari 2008 |
19 Julayi 2008 |
Abaphathi beesekethe mabatshekishe baze bangqine izaziso zezithuba ngalo mhla | 1 Februwari 2008 | 25 Julayi 2008 |
ISebe i-WCED liya kupapasha likhuphe uluhlu lwezithuba ngalo mhla | 8 Februwari 2008 | 6 Augasti 2008 |
UMHLA WOKUVALA UKWAMKELWA KWEZICELO: | 3 Matshi 2008 | 28 Agasti 2008 |
ISebe i-WCED liya kuthumela izicelo ezikolweni ngalo mhla | 14 Matshi 2008 | 23 Septemba 2008 |
Amabhunga olawulo ezikolo (SGBs) makangenise amagama abatyunjiweyo kwiSebe i-WCED UMHLA WOKUVALA: |
20 Meyi 2008 |
30 Octobha 2008 |
ISebe i-WCED liya kuvuma amagama abatyunjwa ngalo mhla | 12 Juni 2008 | 28 Novemba 2008 |
Umhla wokuqeshwa | 1 Julayi 2008 / 1 Januwari 2009 | 1 Januwari 2009 |