INGCACISO EMFUTSHANE: | DCD/0106/2006 |
IYA: | KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI (KWANDLUNKULU NAKWII-EMDC), KUBAPHATHI BEESEKETHE ABAKHULU, KUBACEBISI NGEZEKHARITYHULAM ABAZIINTLOKO, KUBACWANGCISI BEKHARITYHULAM ABAKHULU, KUBACEBISI NGEZEKHARITYHULAM, KUBAQUQUZELELI BOVAVANYO NAKWIINQUNUNU ZAZO ZONKE IZIKOLO EZIFUNDISA INKCAZO YEKHARITYHULAM KAZWELONKE (NCS) KWIMFUNDO NOQEQESHO OLUQHUBELEKAYO (FET) KUMABAKALA 10 - 12 |
| I-FET NCS: IMIBUZO EDLA NGOKUBUZWA NEEMPENDULO ZAYO (FAQs AND RESPONSES) |
1. |
Ukuphunyezwa kwe-FET NCS, eza kuqala kwiBalala 10 ukususela kuJanuwari 2006, kuye kwabangela iqela lemibuzo ngemiba ethile efuna ukucaciswa.
|
2. |
ISebe i-WCED liye laqokelela uluhlu lwemibuzo edla ngokubuzwa kwintlaninge yabathathi-nxaxheba, ebandakanya amagosa, iinqununu zezikolo, ootitshala, abafundi nabazali laza layilungisa layihlela kakuhle labe sele linika iimpendulo ngeenzame zokucacisa le mibuzo. Kucelwa ukhe ujonge esi siHlomelo A siqhotyoshelweyo.
|
3. |
Kucelwa uncede uqinisekise ukuba esi sishwankathelo se-FAQs sinikwa amabhunga olawulo ezikolo, ootitshala, abafundi nabazali.
|
ISAYINWE: NGU-T. SMIT
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:11:30
Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Safe Schools: 0800 45 46 47 CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22
|