1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (iWCED) likubeke phambili uphuhliso labo bonke ootitshala bamaBakala 4 - 7 beMathematika, iiLwimi kunye nabeeSayensi zezeNtlalo kwithuba leminyaka emibini.
2. Le ngcaciso imfutshane isebenza njengesaziso esiya kubo bonke ootitshala bamaBakala 4 – 7 beMathematika, iiLwimi kunye nabeeSayensi zezeNtlalo ukuba uqeqesho lwabo luya kuqhuba ngokulandelayo:

ISIFUNDO ISIGABA SEXESHA/IMIHLA UBUDE BEXESHA
IMathematika neeLwimi iBakala - 7 Ukususela ngoMvulo umhla wama-25 ukuya kuLwesihlanu umhla wama-29 kuJuni 2018 Uqeqesho luya kuqhuba iintsuku ezi-5.
Amaxesha aya kuhamba ngolu hlobo:

  • Mvulo: Ubhaliso ngentsimbi yesi- 08:00
  • Mvulo ukuya kuLwesine: 08:30-15:30
  • Lwesihlanu: 08:30-14:00
IMathematika amaBakala 4 - 6 Ukususela ngoMvulo umhla we-9 ukuya kuLwesihlanu umhla we-13 kuJulayi 2018 Uqeqesho luya kuqhuba iintsuku ezi-5.
Amaxesha aya kuhamba ngolu hlobo:

  • Mvulo: Ubhaliso ngentsimbi yesi- 08:00
  • Mvulo ukuya kuLwesine: 08:30-15:30
  • Lwesihlanu: 08:30-14:00
IiSayensi zezeNtlalo (Social Sciences) (iJiyografi): Grade 4 - 7 Ukususela ngoMvulo umhla wama-25 ukuya kuLwesithathu umhla wama-27 kuJuni 2018 Uqeqesho luya kuqhuba iintsuku ezi-3.
Amaxesha aya kuhamba ngolu hlobo:

  • Mvulo: Ubhaliso ngentsimbi yesi- 08:00
  • Mvulo ukuya kuLwesibini: 08:30-15:30
  • Lwesithathu: 08:30-14:00
3. Oluqeqesho luzobe labanjelwe ku:

Iveki Yokuqala 1: Izibalo kunye Nolwimi kwibauga 7 kunye zentlalo okanye ( ijiyografi ) kwibauga 4 - 7
isithili Iindawo zoqeqesho Idilesi yokuhlala Inombolo yefoni Igama Lenqununu
Metro Central Kenwyn Primary School Leafmore Road Kenwyn 021 762 2720 Mr B Morgenrood
Metro East Kuilsriver Primary School 56 Sarepta Way, Kuilsriver 021 903 5180 Ms Z Lombard-Swartz
Metro North Ravensmead Secondary School (Maths & Social Sciences) C/O De La Rey Way & Ullswater Street, Ravensmead 021 5581070 Mr J Bouman
Bosmansdam High School (Languages) Adam Tas Avenue, Bothasig 021 5581070 Mr DR Human
Metro South Christel House Swallowcliffe Drive, Ottery 021 7049407 Mr Fortune
Cape Winelands Amstelhof Primary School Kwikie Street, Amstelhof, Paarl 021 8625466 Mr D Cupido
Cape Winelands Worcester Gymnasium Tulbagh Street, Worcester 023 3470426 Mr S Schoeman
Eden and Central Karoo PW Botha College Unie Street, George 044 8744166 Mr PW Myburgh
Overberg Overberg Primary School 20 Laing Street, Caledon 028 214 1590 Mr M Koekemoer
West Coast Dirkie Uys Primary School Reservoir Street, Moorreesburg 022 4331082 Mr F Smit

Iveki Yokuqala 3: Izibalo kwibanga 4 – 6: iindawo zoqeqesho zakulungiswa, ziqinisekiswe zizithili ngexesha lenkqubo yobhaliso
4. Ootitshala baya kucelwa ukuba babhalise ngobhaliso lweekhompyutha (online) kwizithili zabo ekuqaleni kwekota yesi-2.
5. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (iWCED) liya kubahlawulela indawo yokulala nokutya ootitshala bezithili zasemaphandleni xa beqhube umgama ongaphezu kwe-100km ukuya nokubuya kuqeqesho ngosuku.
6. Iindleko zohambo ziya kufakwa kwimbalelwano eya kuthunyelwa kwikota yesibini.
7. Imibuzo

Ukuba utitshala unayo nayiphi eminye imibuzo, kucelwa angathandabuzi ukuqhagamshelana nomququzeleli weGET wesithili:

ISithili UMququzeleli weGET Ifoni I-imeyili Ifeksi
Metro Central Avrille Morgendal 021 514 6770 Anna.Morgendal@westerncape.gov.za 086 236 1892
Metro East Benjamin Crombie 021 900 7051 Benjamin.Crombi@westerncape.gov.za 086 664 2631
Metro North Malefo Makena 021 938 3104 Malefo.Makena@westerncape.gov.za 021 938 3183
Metro South Lorraine Bailey 021 370 2041 Lorraine.Bailey@westerncape.gov.za 021 372 1856
Cape Winelands Edgar Johannes 023 348 0605 Edgar.Johannes@westerncape.gov.za 086 555 0261
Eden and Central Karoo Ulande Europa 044 803 8400 Ulande.Europa@westerncape.gov.za 086 603 7615
Overberg James Daniels 028 214 7363 James.Daniels@westerncape.gov.za 028 214 7400
West Coast Ursula Esau 021 860 1569 Ursula.Esau@westerncape.gov.za 086 590 0730
8. Kucelwa iinqununu zazise okukule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala bamaBakala 4 – 7 beMathematika, beeLwimi nabeeSayensi zezeNtlalo.


ISAYINWE: NGU-PAD BEETS
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WEKHARITYHULAM NOLAWULO LOVAVANYO
UMHLA: 2018:03:30