1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) linemfuno engxamisekileyo yokwenza isaveyi ye-software yezemfundo (education ye-software survey) kuzo zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo ngokubanzi kwakunye nakwizikolo zikarhulumente zemfundo eneemfuno ezizodwa zabafundi abaneemfuno ezizodwa.
2. Iinkalo le saveyi ye-software yezemfundo (education software) egxininisa kuzo, zinemibuzo emifutshane esibhozo emalunga noLwimi lwesiNgesi neMathematika.
3. Le saveyi iya kwenziwa kwifom ekwikhompyutha eyi-online Google form ngokuklikha kule linki ilandelayo: https://goo.gl/forms/WwJ0FXySdIqHEdRp2. Yakuba izalisiwe ifom, makuklikhwe ku-"Submit".
4. Ziyacelwa iinqununu (okanye iGosa eliyi-ICT Champion) ziyizalise yaye ziyingenise isaveyi ekwikhompyutha (online survey) phambi koLwesihlanu we-30 Juni 2017.
5. Ukuba ufuna naluphi na uncedo kucelwa uqhagamshelane nomcebisi we-eLearning kwaba badweliswe apha ngezantsi:

Isithili Umcebisi we-eLearning Inombolo yefoni I-imeyili
Metro North Moederick Jacobs 021 938 3142 mojacobs@westerncape.gov.za
Metro East Jaco Joseph 021 900 7266 jaco.joseph@westerncape.gov.za
Sipho Didiza 021 900 7103 sipho.didiza@westerncape.gov.za
Metro South Deon Khan 021 370 2040 deon.khan@westerncape.gov.za
Trevor Francke 021 370 2058 trevor.francke@westerncape.gov.za
Metro Central Gail Valentyn 021 514 6967 gail.valentyn@westerncape.gov.za
Husain Mollagee 021 514 6942 husain.mollagee@westerncape.gov.za
West Coast Horatio Hart 021 860 1200 horatiowilfred.hart@westerncape.gov.za
Gafieza Ismail 021 860 1207 gafieza.ismail@westerncape.gov.za
Eden and Central Karoo Eastern Roux 044 279 1681 eastern.roux@westerncape.gov.za
Samuel Bouwers 044 803 8385 samuel.bouwers@westerncape.gov.za
Overberg Simonette du Plessis 028 214 7387 simonette.duplessis@westerncape.gov.za
Cape Winelands Leonard Cloete 023 348 4609 leonard.cloete@westerncape.gov.za
Harriet Lakey 023 348 4611 harriet.lakey@westerncape.gov.za


ISAYINWE: NGU-PAD BEETS
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2017:06:23