1. Amagama neenkcukacha zoqhagamshelwano zeeNtloko zakwaRejistri weSebe leMfundo leNtshona Koloni (iWCED) nezeeNtloko zakwaRejistri wee-Ofisi zeZithili zeMfundo zaye zaziswa kwiSetyhula 0004/2011, yowe-22 Februwari 2011.
2. Nakuba kunjalo, ngenxa yeenguqu ezikhoyo kwezinye zezi zikhundla, kuye kwayimfuneko ukuba sikunike uluhlu oluhlaziywe ngokutsha lweeNtloko zakwaRejistri weWCED nezeeNtloko zakwaRejistri wee-Ofisi zeZithili zeMfundo kunye neenkcukacha zoqhagamshelwano zabo.
3. IiNtloko zakwaRejistri zongamele abakwaRejistri abahlukahlukeneyo abaphantsi kolawulo lwazo kwaye kunokuqhagamshelwana nabo ukufumana isikhokelo nengcebiso ngazo naziphi na iimfuno zakwaRejistri okanye ukufayilisha, iinombolo zeefayili okanye imibuzo engokulandelwa kwemigqaliselo yee-Akhayivu xa kusingethwe amaxwebhu nembalelwano yemihla ngemihla emsebenzini.
4. IiNtloko zakwaRejistri weWCED zimi ngolu hlobo lulandelayo:

Igama nedilesi ye-ofisi Iinkcukacha zoqhagamshelwano zeeNtloko zakwaRejistri
WCED Head Office General Registry
6th Floor, Grand Central Towers Building
Cape Town
8000
Mnu Salmaan Engar
021 467 2758
Ifeksi: 021 483 7658
I-imeyili: Salmaan.Engar@westerncape.gov.za
WCED Head Office Finance Registry
7th Floor, Grand Central Towers Building
Cape Town
8000
Nks Millecent Linders
021 467 2666
Ifeksi: 086 751 4036
I-imeyili: Millecent.Linders@westerncape.gov.za
WCED Head Office Human Resource Registry
11th Floor, Grand Central Towers Building
Cape Town
8000
Nks Yolanda Onverwacht
021 467 2406
Ifeksi: 021 483 7658
I-imeyili: Yolanda.Onverwacht@westerncape.gov.za
WCED Head Office Human Resource Registry
11th Floor, Grand Central Towers Building
Cape Town
8000
Nks Thenjiswa Jafta
021 467 2406
I-imeyili: Thenjiswa.Jafta@westerncape.gov.za
WCED Head Office Human Resource Registry
10th Floor, Grand Central Towers Building
Cape Town
8000
Nks Thalia Warner
021 467 2398
Ifeksi: 021 483 7658
I-imeyili: Thalia.Warner@westerncape.gov.za
Eden & Central Karoo Education District Office Registry
Rentzburg Court
42 Courtenay Street
George
6530
Nks Pamela Theron
044 803 8338
Ifeksi: 044 873 3428
I-imeyili: Pamela.Theron@westerncape.gov.za
Overberg Education District Office Registry
15 College Street
Caledon
7230
Nks Funiwe Gosani
028 214 7306
Ifeksi: 028 214 7400
I-imeyili: funiwe.gosani@westerncape.gov.za
Metro East Education District Office Registry
Belhar Road off Nooiensfontein Road
Kuils River
7580
Nks Francis Van Neel
021 900 7070
Ifeksi: 021 903 9484
I-imeyili: Francis.VanNeel@westerncape.gov.za
Metro North Education District Office Registry
Timmerman Street
Parow
7500
Nks Yvonne Petersen
021 938 3119
Ifeksi: 021 938 3184
I-imeyili: Yvonne.Petersen@westerncape.gov.za
Metro South Education District Office Registry
Lentegeur Hospital
AZ Berman Drive
Lentegeur
Mitchell's Plain
7785
Nks Marilyn Langley
021 370 2080
Ifeksi: 021 372 1856
I-imeyili: Marilyn.Langley@westerncape.gov.za
Cape Winelands Education District Office Registry
Durban Street
Worcester
6849
Nks Naboweyah Ebrahim
023 348 4642
Ifeksi: 023 342 7898
I-imeyili: Naboweyah.Ebrahim@westerncape.gov.za
West Coast Education District Office Registry
6 Hospital Street
Paarl
7620
Nks Elizna Mema
021 860 1219
Ifeksi: 021 872 5394
I-imeyili: Elizna.Mema@westerncape.gov.za
Metro Central Education District Office Registry
Gate 2
Alexandra Provincial Office Precinct
Haven Road
Garden Village
Maitland
7405
Nks Bridgette Spielman
021 514 6702
Ifeksi: 021 514 6953
I-imeyili: Bridgette.Spielman@westerncape.gov.za
5. Kucelwa uthathe iSetyhula 0004/2011, ye-22 Februwari 2011 njengefakelwe izilungiso njengoko.
6. Kucelwa wazise okukule ingcaciso emfutshane bonke abasebenzi bakho ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-M M HARKER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOCWANGCISO LWEMFUNDO
UMHLA: 2015:07:22