1. Ihlaziyiwe ifom yokwenza isicelo ekhoyo njengangoku yokubhalisa umfundi ofundela ekhaya ukwenzela ukuba amagosa ezithili angqinisise ingcaciso ekuyo yaye oko kwenze iNtloko yeSebe ikwazi ukwenza isigqibo inolwazi. Kuqhotyoshelwe apha ikopi yefom yokwenza isicelo ehlaziyiweyo ngenjongo yokukwazisa.
2. Kucelwa wazise okukule ngcaciso imfutshane bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-C FROLICK
UMLAWULI-JIKELELE OBAMBELEYO WOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2014:03:26

"Registration of a learner for education at home"  (ubukhulu: 70 KB)