1. UMongameli weRiphabliki yoMzantsi Afrika uvakalise ukuba uSuku loNyulo kuZwelonke, lwe-07 Meyi 2014, yiholide kawonke-wonke kuzwelonke ngokupapasha isaziso kwiGazethi kaRhulumente 13 yomhla we-25 Februwari 2014, ngokweSiqendu 2A soMthetho weeHolide zikaWonke-wonke, 1994 (uMthetho 36 ka- 1994) (Section 2A of the Public Holidays Act, 1994 (Act 36 of 1994)).
2. Kucelwa wazise okukule ngcaciso imfutshane bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-C FROLICK
UMLAWULI-JIKELELE OBAMBELEYO WOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2014:03:26