1. Injongo yale leta kukungqina ukuba amagosa e-Ofisi yoMphicothi zincwadi woMzantsi Afrika aya kuba etyelela izikolo ezikhethiweyo ukususela ngoLwesithathu we-26 Februwari 2014 ukuya kubala aphicothe (audit) ezi zinto zilandelayo:

  • Ukungqinisiswa kwamanani abasebenzi abaqeshwe liSebe iWCED;
  • Ukubalwa komfundi ngamnye ngamnye;
  • IProgram yokuTyiswa kwaBantwana (National School Nutrition Programme);
  • ISkim soThutho lwaBafundi (Learner Transport Scheme (LTS));
  • IZibonelelo eziXhasa ukuFunda nokuFundisa (LTSM;)
  • Iziseko zophuhliso;
  • Ingcaciso ngokwenziwa komsebenzi; kunye
  • neeyunithi eziziimobhayili.
2. Aba balandelayo ngamagama amagosa aza kutyelela izikolo:

Ashley Olkers
Nyameka Mthombo
Dewald Botha
Unathi Fusi
Andre Schreuder
Mari Ellis
Mawande Magida
Pregeshan Govender
Beauty Myende
Nadia Allie
Natalie Martin
Jason Facoline
Hein Burger
Raeesah Mustapha
Lindokuhle Mniki
Siyabonga Mathula
Charlton Matthyse


3. Ukufumana nayiphi na ingcaciso engaphezu koku, kucelwa uqhagamshelane ne-Ofisi yeSekela Mlawuli-Jikelele wezeMali kule nombolo yefoni 021 467 2537.


ISAYINWE: NGU-L J ELY
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WEZEMALI
UMHLA: 2014:02:24