1. Kwiinzame zokuncedisana nabafundi beBakala 12 abaya kuba bebhaka iimviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (NSC examinations), iSebe leMfundo leNtshona Koloni (iSebe iWCED) lenza kube nokufumaneka izibonelela ze-digital ezifumaneka kwii-Freedom Toasters kwii-ofisi zezithili zemfundo.
2. Iividiyo ze-telematicis 2014, kwakunye namaphepha eemvivo zeNSC zangaphambili neememo, zifakwe kwii-Freedom Toasters kuzo zonke ii-ofisi zezithili zemfundo.
3. Akukho kusetyenziswa kwe-intanethi kufunekayo ukuzikhuphela (download) ezi zibonelelo kwii-Freedom Toasters.
4. ISebe iWCED linqwenelela bonke abafundi beBakala 12 okuhle kodwa kumalungiselelo abo eemviwo zokuphela konyaka.
5. Ukuba ufuna naluphi na uncedo kucelwa uqhagamshelane nomcebisi wezee-Learning njengoko bedweliswe apha ngezantsi:

ISITHILI ABASEBENZI IFONI I-IMEYILI
NORTH Moederick Jacobs 021 938 3142 Moederick.Jacobs@westerncape.gov.za
EAST Rodney Nissen 021 900 7106 Rodney.Nissen@westerncape.gov.za
EAST Jaco Joseph 021 900 7266 Jaco.Joseph@westerncape.gov.za
EAST Sipho Didiza 021 900 7103 Sipho.Didiza@westerncape.gov.za
SOUTH Deon Khan 021 370 2040 Deon.Khan@westerncape.gov.za
SOUTH Trevor Francke 021 370 2058 Trevor.Francke@westerncape.gov.za
CENTRAL Christelle Barkhuizen 021 514 6967 Christelle.Barkhuizen@westerncape.gov.za
CENTRAL Albie Smith 021 514 6942 albie.smith@westerncape.gov.za
WEST COAST Horatio Hart 021 860 1200 HoratioWilfred.Hart@westerncape.gov.za
EDEN KAROO Johannes Oosthuizen 044 279 1681 Johannes.Oosthuizen@westerncape.gov.za
EDEN KAROO Samuel Bouwers 044 803 8385 Samuel.Bouwers@westerncape.gov.za
OVERBERG Simonette Du Plessis 028 214 7387 Simonette.DuPlessis@westerncape.gov.za
CAPE WINELANDS Leonard Cloete 023 348 4609 Leonard.Cloete@westerncape.gov.za
CAPE WINELANDS Harriet Lakey 023 348 4611 Harriet.Lakey@westerncape.gov.za
6. Kucelwa wazise okubhalwe kule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala nabafundi beBakala 12 ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2014:10:15