1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) linemfuno engxamisekileyo yokwenza isaveyi yethekhnoloji (technology survey) kuzo zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nezemfundo eneemfuno ezizodwa (Education for Learners with Special Education Needs (ELSEN)).
2. Injongo yale saveyi yethekhnoloji kukugxininisa kwiinkalo ezintathu yaye ineqela lemibuzo emalunga nodidi nenani lezinto zethikhnoloji ezikhoyo esikolweni.
3. Isaveyi yethekhnoloji iya kwenziwa nge-Central Education Management Information System (CEMIS) yaye inokufunyanwa ngokuya ku-"Administration" section. Khetha kuqala u-"Technology Survey" uze uklikhe ku-"Capture Screen".
4. Ziyacelwa iinqununu ukuba zizalise kwaye zisayinele le saveyi yekhompyutha engadlulanga uLwesihlanu, we-8 Agasti 2014.
5. Ukuba ufuna naluphi na uncedo kucelwa uqhagamshelane nomcebisi wezee-learning njengoko bedweliswe apha ngezantsi:

ISITHILI ABASEBENZI IFONI I-IMEYILI
NORTH Moederick Jacobs 021 938 3142 mojacobs@westerncape.gov.za
EAST Rodney Nissen 021 900 7106 Rodney.Nissen@westerncape.gov.za
EAST Jaco Joseph 021 900 7266 Jaco.Joseph@westerncape.gov.za
EAST Sipho Didiza 021 900 7103 Sipho.Didiza@westerncape.gov.za
SOUTH Deon Khan 021 370 2040 Deon.Khan@westerncape.gov.za
SOUTH Trevor Francke 021 370 2058 Trevor.Francke@westerncape.gov.za
CENTRAL Christelle Barkhuizen 021 514 6967 Christelle.Barkhuizen@westerncape.gov.za
CENTRAL Albie Smith 021 514 6942 albie.smith@westerncape.gov.za
WEST COAST Horatio Hart 021 860 1200 HoratioWilfred.Hart@westerncape.gov.za
EDEN KAROO Johannes Oosthuizen 044 279 1681 Johannes.Oosthuizen@westerncape.gov.za
EDEN KAROO Samuel Bouwers 044 803 8385 Samuel.Bouwers@westerncape.gov.za
OVERBERG Simonette Du Plessis 028 214 7387 Simonette.DuPlessis@westerncape.gov.za
CAPE WINELANDS Leonard Cloete 023 348 4609 Leonard.Cloete@westerncape.gov.za
CAPE WINELANDS Harriet Lakey 023 348 4611 Harriet.Lakey@westerncape.gov.za


ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2014:07:31