1. Ikhalenda yezikolo evunyiweyo yango-2014 imi ngolu hlobo lulandelayo:

IKOTA IZIKOLO ZIVULWA IZIKOLO ZIVALWA
YOKUQALA 13 JANUWARI (ootitshala)
15 JANUWARI (abafundi)
28 MATSHI
YESIBINI 07 APRELI 27 JUNI
YESITHATHU 21 JULAYI 03 OKTOBHA
YESINE 13 OKTOBHA 10 DISEMBA (abafundi)
12 DISEMBA (ootitshala)

IKOTA INANI LEEVEKI INANI LEENTSUKU INANI LEEHOLIDE ZIKAWONKEWONKE INANI KANYE LEENTSUKU ZESIKOLO
YOKUQALA 11 (55) 53 1 (54) 52
YESIBINI 11 60 5 + 3 52
YESITHATHU 11 55 1 54
YESINE 09 (45) 43 0 (45) 43
IYONKE 42 (215) 211 7 + 3 (205) 201

Amanani akwiibrakethi ziintsuku zootitshala

2. Iiholide zoLuntu nezeZikolo ngo-2014

01 Januwari 2014 - USuku loNyaka oMtsha
21 Matshi 2014 - USuku lwamaLungelo oLuntu
18 Apreli 2014 - Ulwesihlanu we Pasika
21 Apreli 2014 - Usuku loSapho
27 Apreli 2014 - USuku lweNkululeko
28 Apreli 2014 - iHolide zika wonke-wonke
29 Apreli 2014 - iHolide yeZikolo
30 Apreli 2014 - iHolide yeZikolo
01 Meyi 2014 - USuku lwaBasebenzi
02 Meyi 2014 - iHolide yeZikolo
16 Juni 2014 - USuku loLutsha
09 Agasti 2014 - USuku lwaBafazi kuZwelonke
24 Septemba 2014 - USuku lweNkcubeko eliLifa lethu
16 Disemba 2014 - USuku loXolelwaniso
25 Disemba 2014 - USuku lweKresmesi
26 Disemba 2014 - USuku lweZipho
3. Ziyabongozwa iinqununu ukuba zincede zazise okukule ngcaciso imfutshane ootitshala, abafundi, abazali namalungu amabhunga olawulo ezikolo, ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-PENNY VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2013:02:04