1. |
Le Ngcaciso iMfutshane ithatha indawo yale: IMGP Minute 0020/2012 yaye mayifundwe kunye neSetyhula 0067/2004 (Ukubonelelwa kwamaziko ngezithuba nokuzaliswa kwezithuba ezingesosigxina ze-ABET), iNgcaciso eMfutshane yeze-IMGP 0003/2013 (Interpretation of REQVs for educators at community learning centres) neSahluko 5 (5.10.2) seProcedure Manual for Centre Managers and Site Co-ordinators.
|
2. |
Libhunga lolawulo leziko elimisela iireyithi zemivuzo yootitshala abangesosigxina abakumaziko emfundo oluntu. |
3. |
Ayakhunjuzwa amabhunga olawulo ukuba akanako ukuhlawula ootitshala abangesosigxina imivuzo engaphantsi kwe-70% yereyithi ye-Personnel Administration Measures (PAM), yaye mayingabi ngaphezulu kwereyithi yePAM ngeyure. |
4. |
Iireyithi zePAM ngeyure ezisebenzayo zezi zilandelayo:
I-REQV |
Ireyithi yePAM ngeyure |
I-70% yereyithi yePAM ngeyure |
10 |
R90.82 |
R63.57 |
12 |
R154.04 |
R107.83 |
13 |
R258.66 |
R181.06 |
|
5. |
Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho malunga noku. |
ISAYINWE: NGU-J.H. LYNERS
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2013:11:04
|
|