1. |
Ngokungqinelana neMimiselo ye-Ofisi kaNondyebo kaZwelonke 7.3.1, njengoko ifundwa kunye neGatya 76(2) loMthetho woLawulo lweeMali zikaRhulumente, 1999 (uMthetho 1 ka-1999) njengoko ufakelwe izilungiso nguMthetho 29 ka-1999, kufunyenwe imvume kwi-Ofisi kaNondyebo wePhondo yokupapasha amaxabiso amatsha ali-10 eenkonzo ezenziwa ngu-Edumedia. Iindidi zamaxabiso amatsha ali-10 zezi zilandelayo:
I-black and white A4 no-A3: |
A4 (80g) A3 (80g) A4 (160g-white) A3 (160g-white) A4 (160g-pastel) A3 (160g-pastel) |
yi-13c ikopi nganye yi-22c ikopi nganye yi-50c ikopi nganye yi-90c ikopi nganye yi-R1.20 ikopi nganye yi-R1.60 ikopi nganye |
Ii-business cards Izatifikethi Ukudyuplikheyitha i-CD Ukudyuplikheyitha i-DVD |
yi-R50.00 ipaketana nganye yamakhadi ali-100 yi-R5.00 isatifikethi ngasinye yi-R14.00 – R16.00 yi-R27.00 – R30.00 |
|
2. |
Kucelwa wazise okukule ngcaciso imfutshane bonke abasebenzi abachaphazelekayo ukwenzela ukuba bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2013:05:28
|
|