1. ISebe iWCED linolwazi ngeqela leeprojekthi ezinxulumene nezifundo eziqhubeka kwizikolo zethu.
2. Ezi projekthi okanye ezi program zidweliswe kwisiHlomelo A ukwenzela ukuba kuncediswe iinqununu ekulawuleni imisebenzi yazo eqhubeka kwizikolo zazo.
3. Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise okukule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala, abafundi nabazali abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2013:04:05

IsiHlomelo A  (ubukhulu: 35 KB)