1. Ngenxa yempazamo eyenzekileyo ekudraftweni kwengcaciso emfutshane yeAfrikansi nesiXhosa kwiNgcaciso eMfutshane yeCandelo le-IMG 0014/2012, yomhla we-28 Matshi 2012, ukwenjenje kukuhlaziya loo Ngcaciso iMfutshane.
2. Ikhalenda yezikolo evunyiweyo yango-2013 imi ngolu hlobo lulandelayo:

IKOTA IKOTA IVULA IKOTA IVALWA
YOKUQALA 14 JANUWARI (ootitshala)
16 JANUWARI (abafundi)
28 MATSHI
YESIBINI 8 APRELI 21 JUNI
YESITHATHU 15 JULAYI 20 SEPTEMBA
YESINE 1 OKTOBHA 4 DISEMBA (abafundi)
6 DISEMBA (ootitshala)

IKOTA INANI LEEVEKI INANI LEENTSUKU INANI LEEHOLIDE ZIKAWONKEWONKE INANI KANYE LEENTSUKU ZESIKOLO
YOKUQALA 11 (54) 52 1 + 1 (52) 50
YESIBINI 11 55 2 53
YESITHATHU 10 50 1 49
YESINE 10 (49) 47 0 (49) 47
ITOTALI 42 (208) 204 5 (4 + 1) (203) 199

Qaphela: Amanani akwiibrakhethi ngawootitshala

3. Iiholide zikawonkewonke nezezikolo ngo-2013:

1 Januwari 2013 - USuku loNyaka oMtsha
21 Matshi 2013 - USuku lwamaLungelo oLuntu
22 Matshi 2013 - IHolide yeZikolo
29 Matshi 2013 - ULwesihlanu wePasika
1 Apreli 2013 - USuku loSapho
27 Apreli 2013 - USuku lweNkululeko
1 Meyi 2013 - USuku lwaBasebenzi
16 Juni 2013 - USuku loLutsha
17 Juni 2013 - IHolide kaWonkewonke
9 Agasti 2013 - USuku lwaBafazi lweSizwe
24 Septemba 2013 - USuku lweNkcubeko eliLifa lethu
16 Disemba 2013 - USuku loXolelwaniso
25 Disemba 2013 - USuku lweKresimesi
26 Disemba 2013 - USuku lwemiNqweno eMihle
4. Ziyacelwa iinqununu ukuba zikhawuleze zazise okubhalwe kule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala, abafundi, abazali kunye namalungu amabhunga olawulo.


ISAYINWE: NGU-JH LYNERS
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WECANDELO LOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2012:08:17