1. |
ILungu leSigqeba soLawulo (Member of the Executive Council (MEC)), eliphathiswe ezeMfundo eNtshona Koloni, liwavumile laza lawasayina la maxwebhu alandelayo nge-5 Apreli 2012:
Ezona Mfuno ziseZantsi ziMiselweyo zoKwakhiwa kweBhunga loLawulo leZiko leMfundo loLuntu
IMibandela ePhathelele kuNyulo lwamaLungu eBhunga loLawulo leZiko leMfundo loLuntu kunye neSikhokelo sokuSekwa, ukuNyulwa neMisebenzi yeBhunga eliMele aBafundi leZiko leMfundo loLuntu
|
3. |
Emva kokupapashwa kwale Gazethi yePhondo ekhankanywe apha ngasentla, kwaye kwaveliswa isikhokelo sephondo ukulungiselela unyulo lwamalungu ebhunga lolawulo leziko loluntu le-AET ukungqinelana neGazethi yePhondo nesaye savunywa emva koko. |
5. |
Kuya kuthakazelelwa ukuba ungazisa bonke abachaphazelekayo ngala maxwebhu alapha ngentla ukuze bawathathele ingqalelo |
ISAYINWE: NGU-JH LYNERS
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WECANDELO LOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2012:06:08
|
|