2. |
Izintlu zezithuba zemisebenzi ziya kupapasha kuphela izithuba zeForimani Jikelele, uMncedisi Jikelele kunye noMabhalane. |
3. |
Izicelo mazingeniswe ngohlobo oluchazwe kwisandulela ngasinye sezithuba zomsebenzi. |
4. |
Ezi zintlu zezithuba zemisebenzi ziya kuthunyelwa kuluntu ngokuthi zikhutshwe yiRejistri yeSebe iWCED, kwaye ziya kufumaneka nakwiZiko laBenzelwa iiNkonzo (Walk-in Centre) kwaNdlunkulu weSebe iWCED okanye zingajongwa nakwiziko lewebhu yeSebe iWCED apha http://wced.wcape.gov.za |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2012:08:01
|
![](images/shim.gif) |