1. ISetyhula 0025 yange-6 Julayi 2012 yacacisa inkqubo yoku-odola iincwadi zezifundo zamaBakala 4, 5, no-6 kwiKhathalogu kaZwelonke yeencwadi zezifundo zeCAPS ezivunyiweyo.
2. Kulo nyaka okokuqala ngqa, iKhathalogu kaZwelonke ifake kunye neencwadi zokufunda ezizii-core readers zeeLwimi. Kucetyiswa ukuba izikolo zikuthathele ingqalelo ukuthenga ezi ncwadi zokufunda zizii-core readers, zisebenzise, ukuba zinako yaye naxa zinako ukukwenza oku, nokuba yimali esisabelo esikhutshwa ngokweMimiselo neMigangatho okanye ziifizi zesikolo.


ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2012:08:08