2. |
Ezi zintlu zensiwe ngohlobo lokuba zilungiselele injongo yokuncitshiswa kwemfuneko yokuthengwa kweencwadi enzintsha kodwa zikwalungiselele ukuba kuqaliswe iincwadi ezintsha. |
3. |
Kucelwa ukuba ungenise iingcebiso okanye iikhomenti ngalo mbandela ingadlulanga intsimbi ye 15:00 ngowe-24 Aqgasti 2012. liKomiti zeeNcwadi eZimiselwe ukuFundwa (Prescribed Book Committees) ziya kuqwalasela zonke iingcebiso neekhomenti kuze, ukuba kukho imfuneko izilungiso phambi kokuba kukhutshwe izintlu zokugqibela. |
4. |
Kucelwa ungenise iingcebiso kunye/okanye iikhomenti zakho kwenye yezi dilesi:
Ngeposi: |
Head: Education Attention: Ms NN Ngondo Western Cape Education Department Private Bag X9114 CAPE TOWN 8000 |
Nge-imeyili: |
Lungi.Ngondo@westerncape.gov.za |
|
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
ISEKELA MLAWULI-JIKELELE LOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2012:08:07
|
|