2. |
Ezi zintlu zenziwe ngohlobo lokuba zilungiselele injongo yokuncitshiswa kwemfuneko yokuthengwa kweencwadi ezintsha kodwa zikwalungiselele ukuba kuqaliswe iincwadi ezintsha. |
3. |
IiKomiti zeeNcwadi eZimiselwe ukuFundwa (Prescribed Book Committees) ziziqwalasele zonke iingcebiso neekhomenti kwaye utshintsho lwenziwe kuluhlu lwethutyana obeluthunyelwe ezikolweni. |
4. |
Izikolo zicetyiswa ukuba zizisebenzise ezi zintlu zonyaka ka-2013 ziqhotyoshelweyo xa zidinga ukuthenga uncwadi. |
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
UMLAWULI-JIKELELE: LOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2012:09:10
|
|