1. |
ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) lenze iDVD ukunceda ootitshala beBaka10 ekuseteni imisebenzi yovavanyo oluqhutyelwa esikolweni. |
2. |
Ngaphandle kweelwimi, yonke imizekelo isetwe ngesiNgesi nangesi-Afrikansi. |
3. |
Iikopi zale DVD ziya kuthunyelwa kwii-ofisi zezithili zemfundo neziya kuthi zona zizise ezikolweni. |
4. |
Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise okukule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala bezifundo zeBakala 10 ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2012:05:25
|
![](images/shim.gif) |