1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) lenze iDVD ukunceda ootitshala bebanga le 11 ekuseteni imisebenzi yovavanyo oluqhutyelwa esikolweni.
2. Ngaphandle kweelwimi zesintu, yonke imizekelo isetwe ngesiNgesi nangesi-Afrikansi.
3. Iikopi zale DVD ziya kuthunyelwa kwii-ofisi zezithili zemfundo neziya kuthi zona zizise ezikolweni.
4. Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise okukule ngcaciso imfutshane


ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO LWEKHARITYHULAM NOVAVANYO
UMHLA: 2012:11:29