1. |
Oku kukwazisa ukuba umhla wokuvalwa kokungeniswa kwamagama abatyunjelwe la mabhaso okuwonga angasentla utshintshelwe kwi-17 Agasti 2012. |
2. |
ISebe leMfundo leNtshona Koloni liya kunikezela amabhaso kwabo baphume kwindawo yesibini neyokuqala kwihlelo ngalinye. |
3. |
Bayakhuthazwa bonke ootitshala ukuba batyumbe ootitshala abasebenza nabo abafanele la mabhaso. |
4. |
Kucelwa wazise bonke ootitshala okukule ngcaciso imfutshane ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
USEKELA MLAWULI-JIKELELE WOLAWULO NOVAVANYO LWEKHARITYHULAM
UMHLA: 2012:08:07
|
|