1. |
Imimiselo ephathelele kubhaliso lwamaziko e-AET abucala nezizathu zokuvunywa okanye zokurhoxiswa kobhaliso lwamaziko alolu hlobo, kwakunye nemfuneko yokugcinwa kweerejista namanye amaxwebhu ngala maziko, yaye yavunywa yaza yasayinwa nguMphathiswa weMfundo wePhondo (MEC) nge-15 Februwari 2011. |
2. |
La maxwebhu aye emva koko apapashwa kwiGazethi yePhondo No. 6838 yange-4 Matshi 2011 ukwenzela ukwazisa uluntu ngokubanzi. |
4. |
Kungathakazelelwa kakhulu ukuba unako ukwazisa bonke abachaphazelekayo ngokubhalwe kule Gazethi yePhondo ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-LJ ROSE
UMLAWULI OYINTLOKO WECANDELO LOPHUHLISO NOQUQUZELELO LWAMAZIKO
UMHLA: 2011:04:01
|
|