1. |
Ikhalenda yezikolo evunyiweyo yango-2011 imi ngolu hlobo lulandelayo:
Ikota | Izikolo Zivulwa | Izikolo Zivulwa |
Yokuqala | 17 Januwari (Ootitshala) 19 Januwari (Abafundi) | 1 Apreli |
Yesibini | 11 Apreli | 24 Juni |
Yesithathu | 18 Julayi | 30 Septemba |
Yesine | 10 Oktobha | 9 Disemba (Abafundi) 13 Disemba (Ootitshala) |
|
2. |
Iiholide zoLuntu nezeZikolo ngo-2011
01 Januwari 2011 | USuku loNyaka oMtsha |
21 Matshi 2011 | USuku lwamaLungelo oLuntu |
22 Apreli 2011 | ULwesihlanu wePasika |
25 Apreli 2011 | USuku loSapho |
26 Apreli 2011 | IHolide yeZikolo |
27 Apreli 2011 | USuku lweNkululeko |
01 Meyi 2011 | USuku lwaBasebenzi |
16 Juni 2011 | USuku loLutsha |
17 Juni 2011 | IHolide yeZikolo |
08 Agasti 2011 | IHolide yeZikolo |
09 Agasti 2011 | USuku lwaBafazi kuZwelonke |
24 Septemba 2011 | USuku lweNkcubeko eliLifa lethu |
16 Disemba 2011 | USuku loXolelwaniso |
25 Disemba 2011 | USuku lweKresmesi |
26 Disemba 2011 | USuku lweZipho |
|
3. |
Ziyabongozwa iinqununu ukuba zincede zazise okukule ngcaciso imfutshane ootitshala, abafundi, abazali namalungu amabhunga olawulo ezikolo, ukuze bakuthathele ingqalelo.
|
ISAYINWE: NGU-LJ ROSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:04:20
|