1. Landisiwe ixesha leMvumelwano B/WCED 60 (Contract B/WCED 60) laya kutsho kwi-31 Januwari 2011.
2. Apha kuqhotyoshelwe iilisti ezihlaziyiweyo zabathengisi beLTSM abaye babonisa ukuba bazimisele ukuthatha inxaxheba kule mvumelwano emva kwe-31 Julayi 2010.
3. Kucelwa uqaphele ukuba ngokweMvumelwano B/WCED 60, awunako ukuthenga izibonelelo zeLTSM kumthengisi ogama lakhe lingekhoyo kwiilisti A no-B eziqhotyoshelweyo.
4. Le ngcaciso imfutshane ithatha indawo yeNgcaciso eMfutshane yeCandelo loLawulo lokuThengwa kweeMpahla neeNkonzo 0001/2010 yowe-2 Febhuwari 2010.


ISAYINWE: NGU-LJ ELY
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:08:11

"HDI / SMME Suppliers"  (ubukhulu: 18 KB)
"Non HDI / SMME Suppliers"  (ubukhulu: 12 KB)