1. |
I-Cape Teaching and Leadership Institute (CTLI), ibambisene neMacmillan Teacher Campus, icela zonke iinqununu zezikolo ukuba zibhalisele le semina.
|
2. |
IMIHLA
Umhla | Indawo | Ixesha | IQela ekujoliswe kulo |
6 Matshi 2010 | E-CTLI, eKuils River | 08:30 - 14:00 | Iinqununu zaseNorth naseCentral |
13 Matshi 2010 | E-CTLI, eKuils River | 08:30 - 14:00 | Iinqununu zaseSouth nase-East |
8 Meyi 2010 | E-CTLI, eKuils River | 08:30 - 14:00 | Iinqununu zaseWest Coast naseCape Winelands |
15 Meyi 2010 | E-CTLI, eKuils River | 08:30 - 14:00 | Iinqununu zase-Overberg naseEden & Central Karoo |
|
3. |
UMXHOLO NOMNTU OWENZA INTETHO
"The Principles and Practice of School Leadership and Management" ngu-Alan Clark.
|
4. |
IZIHLOKO ZEZI
- Leadership and management principles
- Personal and professional development
- Effective team-building strategies
- Managing teaching and learning
- School improvement strategies
- Motivation theory and practice
|
5. |
INGCACISO YABATHATHI-NXAXHEBA
|
5.1 |
Intlawulo yesemina iya kuba yi-R100.00, neya kubandakanya onke amaxwebhu (handouts) nokutya.
|
5.2 |
Kuya kunikezelwa la mabhaso alandelayo ngethuba kuqhutywa aba masifundisane:
- Iseti epheleleyo enye ye-Expert Educator Series Books (R600.00)
- I-Handbook of School Management (R395.00) enye
- I-Handbook of School Governance (R195.00) enye
|
6. |
AMALUNGISELELO
Abathathi-nxaxheba abasuka kwizithili ezisemaphandleni abahamba umgama ongaphezu kwe-120 km ngohambo lokuya nokubuya, bangalala ehostele yaseCape Teaching and Leadership Institute ngobusuku bangoLwesihlanu phambi kwesemina. LiSebe iWCED eliya kuhlawula iindleko zendawo yokulala. Iindleko zohambo aziyi kuhlawulwa liSebe iWCED.
|
7. |
Ukuba unomdla wokuza kwisemina, kucelwa uzalise isiHlomelo A esiqhotyoshelweyo uze usithumele ngefeksi kuMnu Andre Lamprecht kule nombolo 021 900 5175 / 5162 / 5013, okanye usithumele nge-imeyili apha alamprec@pgwc.gov.za kwiveki enye phambi kwesemina.
|
8. |
ISebe iWCED linethemba lokuba abathathi-nxaxheba baya kufumana kule semina amava aya kuba yinzuzo enkulu kubo.
|
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:02:12
|