2. |
Kucelwa ootitshala be-Economics beBakala 11 ukuba bazixhome ezi phowusta kwiindawo ezisemboniselweni kumntu wonke ukutsala iingqondo zabo bonke abafundi beBakala 11 abenza isifundo esidibanisa i-Economics, Accounting neMathematics.
|
3. |
Kukwacelwa iinqununu nootitshala ukuba balukhuthaze olu khuphiswano, nolunika amathuba okutshintsha ubomi kubafundi abaluphumeleleyo.
|
4. |
Umhla wokuvala wolu khuphiswano yi-8 Oktobha 2010.
|
5. |
Imibuzo ngokubhalwa kwezincoko nokumakishwa kwazo mayibhekiswe kubacebisi ngezekharityhulam be-Economics kwii-ofisi zezithili zemfundo.
|
6. |
Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise okukule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala beBakala 11 be-Economics, Mathematics, Accounting ne-Life Orientation ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-BK SCHREUDER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:08:06
|