IMIGAQO YOKUDIBANISA IINKALO ZEBANGA LEMFUNDO I-GETC-ABET: IIKHREDITHI ZIYI-120 |
ICANDELO I-FUNDAMENTALS COMPONENT: IIKHREDITHI EZINYANZELEKILEYO ZIYI-39 OKANYE 37 |
1. Ulwimi lwaseburhulumenteni olunye: Iikhredithi eziyi-23 2.1 ULwazi ngeMathematika (Mathematical Literacy (ML): Iikhredithi eziyi-16 OKANYE 2.2 IMathematika neNzululwazi ngezeMathematika (Mathematics, and Mathematical Sciences (MMS): Iikhredithi eziyi-14
Abafundi abanako ukukwenza zombini iML neMMS
|
ICANDELO I-CORE COMPONENT: IIKHREDITHI EZINYANZELEKILEYO ZIYI-32 |
Isifundo soLwazi ngezoBomi: Iikhredithi eziyi-32 |
ICANDELO EKUNOKUKHETHWA KUYO ANGAKHETHA IIKHREDITHI ZIYI-49 OKANYE 51 |
Iinkalo zeZifundo ii-Academic Learning Areas:
- Human and Social Sciences: Iikhredithi eziyi-23
- Natural sciences: Iikhredithi eziyi-15
- Economic and Management Sciences: Iikhredithi eziyi-21
- Arts and Culture: Iikhredithi eziyi-17
- Technology: Iikhredithi eziyi-11
- Ulwimi oloNgezelelweyo lwaseburhulumenteni olunye (ekungelulo ulwimi olukhethwe njengesifundo esiPhambili (Fundamental): Iikhredithi eziyi-23
Iinkalo zeZifundo ii-Vocational Learning Areas:
- Applied Agriculture and Agricultural Technology: Iikhredithi eziyi-20
- Ancillary Health Care: Iikhredithi eziyi-45
- Small, Medium and Micro Enterprises: Iikhredithi eziyi-17
- Travel and Tourism: Iikhredithi eziyi-38
- Information Communication Technology: Iikhredithi eziyi-23
- Early Childhood Development: Iikhredithi eziyi-26
- Wholesale and Retail: Iikhredithi eziyi-27
|
UKHETHO (OPTION) 1 (Iinkalo zezifundo ezi-5) |
UKHETHO (OPTION) 2 (Iinkalo zezifundo ezi-6) |
UKHETHO (OPTION) 3 (Iinkalo zezifundo ezisi-7 nangaphezulu) |
Eziphambili EZIMBINI Engundoqo ENYE Ekunokukhethwa kuzo EZIMBINI |
Eziphambili EZIMBINI Engundoqo ENYE Ekunokhethwa kuzo EZINTATHU |
Eziphambili EZIMBINI Engundoqo ENYE Ekunokukhethwa kuzo EZINE |