1. Le ngcaciso imfutshane mayifundwe kunye neSetyhula 0067/2004, ebhekiselele kwiStaff Establishments and the Filling of Part-Time Contract ABET Posts, ngokunjalo neSahluko 5 (5.10.2) seProcedure Manual For Centre Managers and Site Co-ordinators.
2. Ibhunga lolawulo leziko lilo elibala iireyithi zembuyekezo yootitshala abangesosigxina kwii-CLC.
3. Amabhunga olawulo ayakhunjuzwa ukuba ootitshala abangesosigxina akuvumelekanga ukuba babuyekezwe nganeno kwe-70% yereyithi ye-PAM, kwaye kungagqithwa kwireyithi emiselwe yi-PAM.
4. Iireyithi ngeyure ezisetyenziswayo ze-PAM zimi ngolu hlobo lulandelayo:

REQVIREYITHI YE-PAM 70%
10R83.80R58.66
11R115.30R80.71
12R143.50R100.45
13R189.80R132.86

5. Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho ngalo mba.


ISAYINWE: NGU-JH LYNERS
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:02:02