2. |
Babeceliwe bonke abathengisi ukuba babhalise imvumelwano entsha yeli thuba likhankanywe apha ngasentla, kwaye ezi listi zibonisa bonke abathengisi ababhaliso lwabo luvunyiweyo. Abathengisi abatsha baboniswe ngokubhalwa ngqindilili kwezi listi.
|
3. |
Le ngcaciso imfutshane ithatha indawo yeNgcaciso eMfutshane yeCandelo loLawulo lokuThengwa kweeMpahla neeNkonzo 0004/2009 ye-20 Februwari 2009.
|
ISAYINWE: NGU-WL CARELSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:03:30
|