1. IKomiti eyenza iziGqibo zoKhuphiswano ngamaXabiso (Bid Committee) yeSebe leMfundo leNtshona Koloni iya kuhlangana ngale mihla ilandelayo ngo-2009:

INYANGAUSUKUINYANGAUSUKU
JANUWARi29 LWESINE NE JULAYI9 LWESINE NE &
23 NGOLWESINE
FEBRUWARI12 LWESINE NE &
26 NGOLWESINE
AGASTI6 LWESINE NE &
20 NGOLWESINE
MATSHI12 LWESINE NE &
26 NGOLWESINE
SEPTEMBHA3 LWESINE NE &
17 NGOLWESINE
APRELI9 LWESINE NE &
23 NGOLWESINE
OCTOBHA8 LWESINE NE &
22 NGOLWESINE
MEYI7 LWESINE NE &
21 NGOLWESINE
NOVEMBA5 LWESINE NE &
19 NGOLWESINE
JUNI4 LWESINE NE &
18 NGOLWESINE
DECEMBA3 LWESINE NE &
17 NGOLWESINE

2. Uyacelwa uqaphele ukuba iirikhwizishini zeziniki-maxabiso ezimiselweyo (formal bids) kufuneka zingeniswe ubuncinane kwiintsuku eziyi-90 phambi kokuba iimpahla okanye iinkonzo ezithengwayo zifuneke.
3. Ukuthintela ukuba iKomiti eyenza iziGqibo zoKhuphiswano ngamaXabiso ibe phantsi koxinzelelo lokwenza izindululo ezitenxayo kwiinkqubo eziqhelekileyo zokuthengwa kweempahla neenkonzo, uyacelwa ukuba ucwangcise izinto kakuhle uze ungenise iirikhwizishini zakho kwisiqingatha sokuqala sika-2009.
4. Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho.


ISAYINWE: NGU-EI MEYER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:01:05