Kunikwe imvume yokusetyenziswa kwala magama ezithuba kunye nezi zikhundla zilandelayo okuqala ukususela ngoku:

No. Igama lesikhundla esidala Igama lesikhundla esitsha
1 INgcebiso noQuquzelelo lwezeKharityhulam UQuquzelelo neNgcebiso ngezeKharityhulam
2 IMfundo eneeMfuno eziZodwa UQuquzelelo neNgcebiso yokuNika iNkxaso aBafundi nooTitshala beMfundo eneeMfuno eziZodwa
3 INgcebiso noQuquzelelo lweze-IMG UQuquzelelo neNgcebiso ngeze-IMG
4 UMcebisi ngeze-IMG UMphathi weze-IMG
5 INkokeli yeKomiti yeSekethe UMphathi weKomiti yeSekethe
6 UMphathi weze-IMG INtloko yoQuquzelelo neNgcebiso ngeze-IMG
7 UMphathi wezeKharityhulam INtloko yoQuquzelelo neNgcebiso ngezeKharityhulam
8 UMphathi weze-SNE INtloko yoQuquzelelo neNgcebiso ngeze-SLES

Kuya kuthakazelelwa kakhulu ukuba olu tshintsho lwamagama ezikhundla ezisetyenziswa kwii-ofisi zezithili zemfundo kunokwaziswa bonke abasebenzi.



ISAYINWE: NGU-GJ ELLIOTT
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:09:14