1. AbeProgram engeMpilo Qete yaBasebenzi (Employee Health and Wellness Programme (EHWP)) bayayiqonda into yokuba imeko yezemali ekhoyo ngoku iyabachaphazela mpela abasebenzi kwakunye nemali abanayo yokuyisebenzisa ekuhlawuleni amatyala qho ngenyanga. Ukungakwazi kulawula ikhredithi kunefuthe elichaphazela kakubi irekhodi yabo yokuhlawula amatyala.
2. I-EHWP inqwenela ukuba bonke abaqeshwa beSebe leMfundo leNtshona Koloni bathathele ingqalelo okuqulathwe yile flaya eqotyoshelweyo ethi 'Use of credit' 'Ukusetyenziswa kwekhredithi'.
3. Kuya kuthakazelelwa kakhulu ukuba le flaya inganikwa bonke abaqeshwa.


ISAYINWE: NGU-S. CYSTER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:06:09


La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule setyhula, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).