1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni njengangoku lihlaziya kwaye lingqinisisa iinkcukacha zebhanki zazo zonke izikolo.
2. Ikopi ye-Entity Maintenance Form (PGWC 006) eqhotyoshelwe apha mayizalise sisikolo ngasinye ize ifakwe istampu yibhanki echaphazelekayo njengobungqina bokuba yonke ingcaciso ichanekile.
3. Makuposelwe ifom ezalisiweyo yafakwa istampu kule dilesi ilandelayo:

Directorate: Financial Accounting
Attention: KP Arendse
Western Cape Education DepartmentPrivate Bag X9114
Cape Town
8000

Kungenjalo, iziswe ngumntu kulo

KP Arendse
Accounts Payable Section
Office 7-10, 7th Floor
Grand Central Towers
Lower Parliament Street
Cape Town

4. Iifom ezizalisiweyo mazifike kwiSebe i-WCED ungadlulanga owama-26 Meyi 2009.
5. Malunga nayo nayiphi na imibuzo, musa ukulibazisa qhagamshelana ne-ofisi yethu.
6. Iya kuthakazelelwa kakhulu impendulo yakho ekhawulezileyo.


ISAYINWE: NGU-R MATLI
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:05:14

"Bas Entity Maintenance Form"  (ubukhulu: 17 KB)