1. 1. ICandelo leeNkonzo zeMali nee-Akhawunti (Accounting Services) njengangoku lingqinisisa iinombolo zerhafu zalowo nalowo msebenzi, njengoko kufunwa liSebe leeNkonzo zeRhafu laseMzantsi Afrika (South African Revenue Service). Ukwenjenje senza isicelo kubarhafi ababhalisiweyo abaphantsi kweliso lakho ukuba bancede bangqinisise okanye basinike iinombolo zerhafu ezichanekileyo ukwenzela ukuba sikwazi ukungqinelana nemiqathango ka-SARS.
2. Sicela uncedise ngokuthi unikezele kwaye uqokelele ezi forms zincanyathelisiweyo. Iinqununu ziyacelwa ukuba zibuyise ezi forms zigcwalisiweyo zikwisingxobo esinye, ngokuthi zizithumele kwi-dilesi ebonakalisiweyo kwezi forms okanye bazizise apha kwicandelo elincedana nabantu.
3. Niyacelwa ukuba nibuyise ezi forms phambi okanye ngomhla wama 15 May 2009.


ISAYINWE: NGU-RM MATLI
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:04:16

"Verification of tax numbers on IRP5 certificates"  (size: 15 KB)