1. Nceda fumana apha kuqhotyoshelwe ikhalenda ka-2009.
2. Inkcazo ekwikhalenda inengcaciso eluncedo kwaye iligalelo ekuqondeni imbali yethu.
3. Uyacelwa ngesihle wazise okubhalwe kule ngcaciso imfutshane nakwikhalenda ekhaphayo kubo bonke abo bachaphazelekayo.


ISAYINWE: NGU-SM NAICKER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:01:19


La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule setyhula, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).