1. Okuqhotyoshelwe apha yimiSebenzi yoVavanyo eYenziwayo/eBoniswayo (Practical/Perfomance Assessment Tasks (PATs)) yeemviwo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke zeBakala 12 ngo-2009.
2. IiPAT ziya kuba yinxalenye yeemfuno zovavanyo ezingummiselo kubafundi abenza ezi zifundo zilandelayo:
2.1 Agricultural Management Practices and Agricultural Technology
2.2 Dance Studies, Design, Dramatic Arts and Visual Arts
2.3 Computer Applications Technology and Information Technology
2.4 Consumer Studies, Hospitality Studies and Tourism
2.5 Civil Technology, Electrical Technology, Engineering Graphics and Design and Mechanical Technology
3. Kufuneka ezi PAT zenziwe ngethuba leekota ezintathu zokuqala kulo nyaka.
4. Kucelwa ukuba iinqununu zincede ziqinisekise ukuba le ngcaciso imfutshane yaziswa ootitshala nabafundi beBakala 12 abachaphazelekayo ukuze bayithathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-T SINGH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2009:03:04


La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule setyhula, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).