1. ISebe leMfundo kuzwelonke liqaphele ukuba kukho uluvo olungachanekanga (miscoception) oluye lwavela ngenxa yeengxoxo malunga ne-OSD nokuphunyezwa kwe-IQMS, ingakumbi kwiinqununu nakumasekela-nqununu ezikolweni.
2. Kuqhotyoshelwe apha ileta evela kwiSebe leMfundo kuzwelonke ecacisa gca imibandela emalunga nokuphunyezwa kwe-IQMS.
3. Kucelwa wazise bonke ootitshala nabasebenzi okukule ngcaciso imfutshane ukuze bakuthathele ingqalelo.
4. Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho malunga nalo mba ulapha ngasentla.


ISAYINWE: NGU-LJ ROSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:07:14

Letter from the National Department  (ubukhulu: 19 KB)