1. IKomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso (Bid Committee) yeSebe leMfundo leNtshona Koloni iya kuhlangana ngale mihla ilandelayo ngo-2008:

InyangaUsuku Inyanga Usuku
Januwari15 (Lwesibini)
29 (Lwesibini)
Februwari11 (Mvulo)
26 (Lwesibini)
Matshi10 (Mvulo)
25 (Lwesibini)
Apreli14 (Mvulo)
29 (Lwesibini)
Meyi12 (Mvulo)
27 (Lwesibini)
Juni09 (Mvulo)
24 (Lwesibini)
Julayi14 (Mvulo)
29 (Lwesibini)
Agasti11 (Mvulo)
26 (Lwesibini)
Septemba08 (Mvulo)
23 (Lwesibini)
Oktobha06 (Mvulo)
21 (Lwesibini)
Novemba03 (Mvulo)
18 (Lwesibini)
Disemba01 (Mvulo)
09 (Lwesibini)

2. Uyacelwa uqaphele ukuba iirikhwizishini zeziniki-maxabiso ezimiselweyo (formal bids) zingeniswa ubuncinane kwiintsuku eziyi-90 phambi kokuba iimpahla okanye iinkonzo ezithengwayo zifuneke.
3. Ukuthintela ukuba iKomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso ibe phantsi koxinzelelo lokwenza izindululo ezitenxayo kwiinkqubo eziqhelekileyo zokuthengwa kweempahla neenkonzo, uyacelwa ukuba ucwangcise kakuhle uze ungenise iirikhwizishini zakho kwisiqingatha sokuqala sika-2008.


ISAYINWE: NGU-W.L. CARELSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:01:29